
Acocekileyo Emanzini eMzantsi Afrika
Ukugcina intlanzi kumanzi amatsha eMzantsi Afrika kucaciswa ngegama elithi ‘aquaculture’ kwaye kuchaza indlela yokuvelisa intlanzi ngenjongo yokuzivelisa kumanzi acocekile amatsha afana namadami, amachibi angaphandle kunye namachibi angaphakathi, amaphiko amanzi kunye namatanki.
Amanzi acocekileyo amatsha we aquaculture afuna isakhono kunye nemali kwaye ayasokolisa ngenxa yamazinga obushushu ase Mzantsi Afrika. Nangona amanzi amatsha we aquaculture amatsha anganda ngokuthi ubuchwephesha be aquaculture ngokudibanisa amafama ase Mzantsi Afrika amancinci ukuvelisa ngakumbi ukuze zithengiswe. Imfundiso kubathengi malunga nemveliso yamanzi ahlala intlanzi kunye nemithetho ka rhulumente, elicala lentengiso lingakhula linikeze imveliso esemgangathweni nemisebenzi kuluntu.
Okona kutya kwentlanzi ekuveliswa eMzantsi Afrika kuquka itrout, tilapia, marron (icrayfish esuka kumanzi amatsha). Umsebenzi nge ‘aquaculture’ owenziwa yi South Africa Online ® uyaguqulelwa kwilwimi ezilishumi elinanye (11) ezivunyiweyo kwilwimi zeli lo Mzantsi Afrika ukuze kufundiswe kwaye kukuthazwe uluntu lase Mzantsi Afrika ngokulunga kwe freshwater Aquaculture.
Translated by Zikhona Plaatjie

i-Aquaponics ngumxube wokufuywa kwentlanzi kunye nokulinywa kwezityalo ezifana nee herb kunye nemifuno....
more
Ihlabathi lisenokujongana nokunqongophala kokutya okungamandla ukuba akukho manyathelo athathwayo ukuthintela ulimo nofuyo olonakalisa indal...
more
Uhlobo lwentlanzi iCatfish lukhula ngoku khawuleza, iintlanzi ezithanda amanzi ashushu ezilungele imveliso kumanzi ashushu. Imveliso ye Catf...
more
Izifo neengxaki zempilo kumanzi amatsha entlanzi (Freshwater fish farming) zingenzeka ngenxa yemeko ezifana neentsholongwane, izinga lamanzi...
more
Isimo sempilo yentlanzi zakho senziwa zizinto ezintathu: intlanzi (zihlala kuyo) izifo (okwenza izifo) kunye nendawo engqungileyo (amanzi)....
more
Ukondliwa kweentlanzi yenye yezona zinto zibalulekileyo kufuyo lweentlanzi (aquaculture). Kuninzi lwefama ezinjalo, ukutya kubalelwa kuma 60...
more
Ukulotywa ngokugqithisileyo kunye nongcoliseko lwamalwandle kuzigqibe ngeyona ndlela yothusayo iintlanzi eMzantsi Afrika....
more
Indlela elungileyo yokuvuna kunye nokulungisa intengiso yemveliso nendawo apho zilungiselelwa khona zibalulekile kumgangatho wentlanzi....
more
Ukufuywa kwe catfish kweli lo Mzantsi Afrika kunga nenzuzo enkulu, kodwa amafama amatsha wentlanzi ezikhuliswa kumanzi acocekileyo amatsha k...
more
Ngaphambi kokuqala nayiphi na intlobo yokufuya iintlanzi, kubalulekile ukuba ukuba ube nohlelo lwe shishini olululo (business plan)....
more
Ukukhula kwentlanzi kwindlela zokufuya kumanzi acocekileyo (aquaculture) kufuneka kujongwe lonke ixesha....
more
Ukuqala ishishini lwemveliso yentlanzi kumanzi acocekileyo amatsha kweli lo Mzantsi Afrika, abafuyi bentlanzi abase batsha bazakudinga isicw...
more
Zininzi iinzame ezenziweyo zokufuya icatfish eMzantsi Afrika mandulo, kodwa azikho ezathi zanempumelelo. Nganye yezifama zazi jongana necala...
more
Kwifama ezithile zeentlanzi (aquaculture), iintlanzi zigcinwa kwaye zikhuliselwa kwikheyiji eziyiminatha ejinga phezu kwe dama. Kwezinye iif...
more
Abantu abakwi banga eliphakathi lomrholo kunye namashishini anamatanki okugcina iitanki, ibangawo athenga unintsi lwezi ntlanzi zokuhombisa....
more
Ukuthenga iintlanzi ezise ncinci zodidi oluphezulu (fingerlings) kubalulekile ekufuyeni intlanzi kumanzi acocekileyo....
more
Ngeminyaka yoo 1960, oomasipala bamazwe amaninzi ase Afrika bazama ukuphuhlisa ukufuywa kweentlanzi (aquaculture) ezilalini, ingakumbi iindi...
more
Umngangatho wamanzi wedama kunye nemveliso yamanzi wokuvelisa intlanzi kumanzi acocekileyo....
more
Ukukhetha kakuhle kubalulekile kwimfuyo yentlanzi kumanzi acocekileyo ibeyimpumelelo (ulimo lwentlanzi)....
more
Ngokubhalwe kwi South Africa’s Department of Agriculture, Foresty and Fisheries Aquaculture Year book, ezona ntlobo zentlanzi ezikukutya e...
more
Zintathu iziganeko ezenzekayo kwixesha lokufuya itilapia: ukuzala intlanzi ezincinci, ukuzikhulisa, kunye nokuzivuna okanye ukulungela kwazo...
more
Ukutyiwa kwe Tilapia kuyanda kwilizwe jikelele kwaye iyathengiswa nakwi venkile zentengiso zokutya ezohlukileyo, kwivenkile zika wonke-wonke...
more
Umgangatho wamanzi ubalulekile kulimo lwentlanzi kumanzi acocekileyo (aquaculture) eMzantsi Afrika kuba iqinisekisa indawo enamanzi asempilw...
more
Iintlanzi zokuhombisa ezifana ne koi, goldfish, kunye ne tropical aquarium fish ziintlanzi ezintle ezigcinelwa ukuhombisa....
more