
uLawulo Lokutyiwa Kwezilwanyana Zezinye
Amafama afuye imfuyo aye alahlekelwe kwisiqikelelo zesigidi zebiliyoni ezimbini (2 billion) nyaka nganye ngenxa yezilwanyana ezitya ezinye ezifana nodyakalashe omnyama ngemva, ingqawa, ingwe, ihlosi, ingqawane, nonomyayi kunye nezinja ezizula esithubeni.
Apho izilwanyana ezitya ezinye zichazwe khona njenge ‘ngxaki’ ngaphambili, indlela ezintsha zokucinga zenze okokuba kuqapheleke okokuba akusiso isilwanyana kodwa ukutya ezinye ekufuna ukulawulwa ukuze kwehliswe ilahleko. Kananjalo, kukho utshintsho ekubulaleni okunga khethwanga ukuya kulawulo lwengqokelela yoluntu apho iindlela zothintelo zithe zasetyenziswa kwaye zisetyenziswa ukuthintela nokwehlisa ilahleko.
Lendlela intsha yokucinga ixhaswa lulwazi lwe sayensi yophando ethe yafumanisa okokuba ukubulala udyakalashe nengqawa aziyisombululi ingxaki yokutyiwa kwezi lwanyana kwaye kwezinye iimeko ide iyenze ingxaki ibengakumbi ngokuthi itshintshe umnombo kwingqokelela yezilwanyana ezitya ezinye. Izibambisi netyhefu zingazonzakalisa izilwanyana zibe zingenguye unobangela kwaye oku kunganegalelo elibi kwindawo engqongileyo.

Zonke iinkomo, gusha, bhokhwe, nciniba, ihagu kunye namahashe kufuneka zifakwe uphawu, ngoko mthetho we Animal Identification Act (Act 6 of ...
more
Izilwanyana zinga gcogcwa okanye ziphawulwe ngentsimbi eshushu okanye ekhenkcezisiweyo. Amanye amafama aye afune imvume ekhethekileyo okokub...
more
Imfuyo ingagcinwa okanye igadwe okokuba ingatyiwa zezinye izilwanyana kwaye oku kungenziwa ngendlela ezininzi kuquka ukusetyenziswa kwabelus...
more
Ukudubula izilwanyana ezidla imfuyo kufuneka ibezinzame zokugqibela, xa kujongenwe nemeko yezilwanyana ezitya imfuyo ze kujongiswe kanye kwe...
more
Iikati zasendle zeli lase Afrika (Felis silvestris lybica) luhlobo lwesilwanyana sakwantu okanye semveli zase Afrika kwaye sisinyanya kwii k...
more
Iimfene (Papio Ursunis) kunqabile ukuba zitshabalalise imfuyo, kodwa zisenokwenza umonakalo omkhulu kwintsimi yediliya kwe yemifuno neziqham...
more
Ukuze ubenolawulo oluluqilima loku lawula ukutyiwa kwezilwanyana zezinye, esona silwanyana singunobangela womonakalo kufuneka sichongwe....
more
Ingqawane (Hyena brunnea) ikwabizwa ngokuba yi strandwolf – ngesibhulu, oku kuthetha okokuba yi “Ngcuka yase lwandle” xa igama liguqul...
more
Amahodi (Potamochoerus larvatus) afumaneka ukusuka kwiindawo ezise mantla nase mpuma eMzantsi Afrika, ukusuka emazantsi ephondo lwa KwaZulu-...
more
iCape Clawless Otter eyaziwa ngentini esixhoseni (Aonyx Capensis) eligama layo lisukela kwinyawo zayo zangaphambili eziqhele ukugrumba, yiyo...
more
Nangona zikholwa kukutya intlanzi, amanyiki, iimolluscs, amaqanda kunye nezinye iintaka ezincinane, iiCape Gulls (Larus Vetula) zisenokutya ...
more
Ingada (Felis caracal caracal) sisilwanyana esinendlebe ezimnyama ngasemva, ze apha encamin yazo zibetsolo kunye noboya obufukufuku. Ingada ...
more
Ihlosi (Acinonyx jubatus) yikati enkulu enamachokoza asisangqa amnyama asesikhumbeni esi golide. Linentloko encinci enamehlo aphezulu kunye ...
more
Oonomgrwabayi bangenza ilahleko kwimfuyo, ngokufanayo nakwisivuno, iziqhamo, neefama zomdiliya. Inani elinyukayo liyaxhalabisa ngokwegalelo ...
more
Izinja zasekhayeni (Canis familiaris) zingenza umonakalo omkhulu kwimfuyo esefama. Abanye abantu bacinga okokuba zizinja ezizulayo ezilambil...
more
Intaka ukhozi nezinye iintaka zamaxhoba ziye zityholwe ngokunge kuko okokuba zibulala izilwanyana ezincinci, kuba ziye ziqhubeke zisitya isi...
more
iHoney Badger ekwaziwa ngokuba yi (Millivora capensis) sisilwanyana esiqinileyo, inesikhumba esiqinileyo, yiyo ke lonto imoto yokuqala yamaJ...
more
Igama lengwe lesiNgesi elithi leopard (Panthera Pardus) licatshulwe kuma gama esiGrike athetha ingonyama kunye ne panther, ngenxa yenkolelo ...
more
Ingcukacheya (Crocuta Crocuta) lelona hlobo likhulu kusapho lwe ngcuka. Zinenkangeleko enkulu, oku kwezi nja ezinkulu kakhulu, ubude ngesiqh...
more
Endala ibubude obu ngama 86 ukuya ku 97 cm nobunzima obungu 2,5 ukuya ku 4 kg, ingcuka yase kapa (Vulpus chama) ikwaziwa ngokuba yingcuka es...
more
Izilwanyana ezitya imfuyo zazibonwa nje “ngotshaba” ekufuneka kuzanywe ngandlela zonke ukulitshabalalisa, amafama kwezi ntsuku ayaqonda ...
more
Ngaphandle kokulandela umthetho ukwenza lula okokuba Ama Polisa akwazi ukubamba kwaye atshutshise amasela, iNational Stock Theft Prevention ...
more
Utyiwo lwemfuyo zizilwanyana sesona soyikiso sikhulu kwezomnotho zamafama amatsha, asaqalayo kunye nabo bathengisa imfuyo ephilayo. Ikwasiso...
more
Abavelisi bemfuyo bathatha ulawulo lwezilwanyana ezitya ezinye ngokuzimisela de iNational Wool Growers Association, iRed Meat Producer’s O...
more
Abathengisi benyama ebomvu rhoqo ngonyaka baphulukana nemali engange zigi zeerandi ngenxa yokubiwa kwemfuyo. iNational Stock Theft Preventio...
more
Uphuhliso nokwenziwa kobu chwephesha bale mihla obutsha zenza amafama akwazi ukukhusela nokujonga imfuyo kunye nezilwanyana ezitya imfuyo. U...
more
Izinambuzane, eziquka izinambuzane ezithanda imfuyo, fungicides, herbicides, ezongeziweyo (additives) kunye ne adjuvants zingasetyenziswa ku...
more
Izithiyeli zingasetyenziswa ukubamba izilwanyana ezitya imfuyo, kodwa kufuneka zitheyelwe ngulowo ukwaziyo ukuthiya kwaye zisetyenziswe ngen...
more