Ukulinywa Kwee Nkowane eMzantsi Afrika

© Marinda Louw

Ezityiwayo, ezingamayeza, kunye neenkowane ezikhula endle zindidi ezintathu zee nkowane ezenza ushishino lwee nkowane kwihlabathi jikelele. Logama iinkowane ezityiwayo ezifana ne white button kunye ne brown zisaziwa kakhulu kwizidlo zase Mzantsi Afrika zale mihla. Iinkowane ezifana ne oyster kunye ne shiitake ziya zixhaphaka kwaye zithandwa nazo ngoku.

Olu chunge chunge lwee article lunika ulwazi ngoshishino lwemveliso yeenkowane kwilizwe loMzantsi Afrika. Lukwathi gqaba gqaba ngeenkowane ezi exotice nezizikhulela endle, kwakunye nemisebenzi nemivuzo yeenkowane ezityiwayo. 

Ukusetyenziswa kwee nkowane emayezeni nakwiinto zesintu kwenza umdla kwaye kuninzi. Kodwa ke ezi nkcukacha azichazwanga kolu chunge chunge.

Translated by Zizipho Silwana

Imivuzo ne Misebenzi yeeNkowane

Iinkowane aziixabisi mali ingako kwaye zisempilweni. Xa zigalelwe kwizidlo ezifana ne omelette kunye nezityu zenza incasa kwaye zikongeza ne...more

Indlela Yokuvelisa Iinkowane

Iinkowane zityalwa kwindawo ezinkulu ezingaphakathi, nalapho iqondo le carbon dioxide, ubushushu nokufudumala kulawulwa ngononophelo....more

Umgquba Wee Nkowane

Umgquba usisi seko solimo lwee nkowane. Izinto owenziwe ngazo kunye nomgangatho womgquba uza kuchaphazela umgangatho kunye nesivuno sesityal...more

Imveliso Yee Nkowane

Imveliso yee nkowane ityiwayo ezentengiso sele inyuke ngesibalo esiphinda phindwe ngama 30 ukusukela ngomnyaka ka 1978. Indidi ebizwa nge sh...more

Iimveliso Zee Nkowane

Eyona ndlela ixhaphakileyo yokutya iinkowane kukuzitya zihlaza kwii saladi okanye ziphakwe nge bhotolo, i-oli okanye ighee...more

Ukulinywa kwe Truffle eMzantsi Afrika

Ukulinywa kwe truffle eMzantsi Afrika iselushishino olusakhasayo, kodwa olukhulayo....more

Imveliso Yee Truffle eHlabathini

Ezinkowane zinevumba elimnandi zikhula phantsi komhlaba zixatyiswe kakhulu kwindawo zokutya okuphezulu (fine dining)....more

Iindidi Zee Nkowane

Kukho amakhulu khulu eendidi zee nkowane ezilinywayo (iintlobo ezingaphaya kwama 50) ezifumanekayo ehlabathini. Kodwa ilizwe loMzantsi Afrik...more