
Iziqhamo ezine Pete
Igama Ieziqhamo ezine pete ‘stone fruit’ limele zonke iziqhamo ezizintlobo ngentlobo ezine pete phakathi, ezifana ne pesika, nectarines, plums, lychees, mangoes, coconuts, kunye ne cherry kananjalo nembotyi ze kofu, olives, almonds, dates ne pistachios.
Iziqhamo ezifana nama apile ne pere ‘ezinomphakathi’ ogcwele iintanga lendawo ingaphakathi kwiziqhamo ezinepete akusiyiyo imbewu kodwa ikhusela imbewu. Uninzi lweziqhamo ezine pete zine pete enkulu, kodwa ezimbalwa ezifana ne raspberries, zinepete ezininzi ezincinci.
Translated by Zikhona Plaatjie

Intsusa ye apricot ayaziwa ncam, kodwa esisiqhamo kukrokreleka okokuba intsusa yaso isuka kwelase mantla nakwi ntsona yase China, Central As...
more
Imvelaphi yesiqhamo inectarine ayaziwa, kodwa kukrokreleka okokuba yaqala ukuba khona kwiminyaka engapha kwama 4 000 eyadlulayo kwilizwe las...
more
Iipesika zisuka ku mantla-ntshona we China. Kukholeleka okokuba zikhuliswa kumlambo iYangzi, apho ipete ze pesika ezomeleleyo zathi zafunyan...
more
Imvelaphi ye plums umnombo wazo ungajongwa ukubuyela kwimigca emibini; i-European plum eqhelekileyo, eyasuka kwi kwimilambo Black ne Caspian...
more
Ilizwe lase Mzantsi Afrika lelona lizwe lihamba phambili ekuveliseni iziqhamo ezine pete kwilizwekazi i-Afrika kodwa ngu 16% kwi Southern He...
more