
Ipaki Yelizwe i-Mapungubwe
Apho Kudibana Khona Amazwe Amathathu
Amathafa omileyo, anemithi emikhulu ye-bhaobhab, ukuphuma kwelanga obumangalisayo, kunye ne-Big Five phantsi kwe sibhakabhaka esicacileyo sikhangelana kunye nomthunzi phantsi komthi we-mopani...ukubaleka kohlaza apho imilambo yase Limpopo kunye nase-Shashe idibana khona, apho yenza khona indawo yomlingo apho ezizizwe zintathu zidibana khona…lendawo inomtsalane, iyakhuthaza kwaye iyinginqi enkulu ifihla indawo emangalisayo ebizwa ngokuba yiSayithi Yemvelo Yelizwe lonke (World Heritage Site), ityebile ngokuvelisa izinto eziphilayo, ubuhle obucacileyo kunye nokugcina amasiko wethu ebalulekile.

Kukho iindlela ezininzi ezimakwe ngo 4x4 qha. Ezindlela azikhorhabaxa, kodwa zingaba yingxaki kwiimoto ezinamavili ankenenkene. Qaphela ukub...
more
Indlela yase Afrika yesintu ibiyiyo esebenzisana nendalo iphinde ikwazi ukuvelisa ukutya kwendalo Yiyo lonto umphakathi wa-Bantu washiya izi...
more
Inani lezinto libonisa ukuba eminyakeni, abantu base K2 bazinze kulengingqi baze baqinisa ikhono labo kwicala lezorhwebo pha kunxweme laseNt...
more
Ababantu bafike bephethe udidi olwahlukileyo lomsebenzi wobumbo obunemihombiso eyahlukileyo, into ebibonakalisa ukuba basondelelene nenkcube...
more
Ngeyesibhozo kweya-kaTshazimpunzi ngo-1933, ufumaniso oluphawulekayo lwengcwaba olunemvelaphi engaziwayo, olwalugcwe igolide, pha kwinqaba y...
more
Ngenyanga ka Juni ngomnyaka ka 2006, amazwe oMzantsi Afrika, iZimbabwe kunye neBotswana batyikitya isivumelwano-Memorandum of Understanding ...
more
i-Mapungubwe ikumntla wekona yeNtshona yase Mzantsi Afrika, ekudibaneni kwe Limpopo kunye nemilambo yase-Shashe. Ikumda we Botswana kunye ne...
more
Ithuba lokubukela iintaka zase-Mapubungwe alipheli. Ipaki ingase mgaqweni wendlela kwaye inani lendidi zentaka lumane lusithi gqi....
more
Ngexesha le 1250 AD, i-Mapungubwe yayikwinqanaba eliphezulu elinamandla. Inani labantu abangamawaka amahlanu liqale lahlala pha ngasentabeni...
more
Ukugqama kwePaki lwenziwe yindibano yemilambo yase-Limpopo kunye neyase Shashe, kwindawo apho izizwe ezintathu zihlangana khona....
more
Igolide yobuciko yagrunjwa e-Mapubungwe, ukwenzela ingxenye yelizwe, kwaye ngoku ibonwa njenge lifa lase-Mzantsi Afrika lexesha langaphambil...
more
i-Mapungubwe ibonakala ngokuhlanganiswa komphandle wase-Mopane kunye nezityalo zasemathafeni. Inani leentlobo elifumaneka epakini libangele ...
more
Ngokwakheka komhlaba, i-Mapungubwe ihleli pha kumlambo ophakathi kwamatye amabini e-granite (indawo enkulu eneqweqwe elizinzileyo)....
more
Ekupheleni kwewaka leminyaka yokuqala ngexesha eliqhelekileyo, unxweme olusempuma ye Afrika luye lwanda....
more
Ingxenye yomsebenzi wendawo yolondolozo lwembali, kukugcina ingqokelela yembali ukuze izizukulwana zethu zingcamle....
more
Le yindawo yokujuxuza yase Mapungubwe. Le ndawo yokuhlala intle! Zonke ezi nkampu zokuphumla zisandula kwakhiwa, kwaye iziphumo ziyabukeka....
more
Ukuqhuba ibhayisekile yentaba phakathi kweemithi emikhulu-efana neye simuku-kwindlela enamatye nothuli-isanti iyinto enikisa umdla nenyusa a...
more
Lo ngumcu wendlela ehamba ecaleni komlambo we Limpopo. Le ndlela yayikade isetyenziswa ukugada umda ogadwe kanobom ophakathi koMzantsi Afrik...
more
Kwaqalwa ukuqatshelwa iMapungubwe ngeminyaka yoo 1930, ngethuba abantu abamhlophe beqala ukunyuka kulenduli okokuqala....
more
iMapungubwe yindawo enomtsalane, eneenduli ethe tyaba ngaphezulu kunye neentili ezithiwe gqaba-gqaba yimithi ye simuku, eyokutshona kumlambo...
more
Kangange minyaka engama 75, abantu base Maungubwe babephila ubomi obulula nobukumgangatho ophezulu....
more
Pha kwiminyaka yoo1220 AD, abantu base K2 bagqiba ekubeni bafudukele kwindawo engcono. Izinto zazibahambela kakuhle. Babeshishina kakuhle na...
more
Idyunivesithi yase Pitoli igcine uninzi lwezinto ezafunyanwa eMapungubwe kunye nase K2, Ze enye ingqokelela embalwa igcinwe Kwi Dyunivesithi...
more
Eli ngcwaba lafunyanwa ecaleni kwamatye akhweleneyo, nasele engawona matye ahombisileyo eMapungubwe National Park....
more
iMapungubwe sisiza sakudala-dala sase Afrika, nesasinempucuko. Le ndawo imi ngakumlambo iLimpopo River, kwaye yayihlala abantu ukusukela ngo...
more
iMapungubwe National Park yavula iingcango zayo ngomnyaka ka 2004. Yi reserve entle, ekwenza ucinge ngembali yamandula kwaye inokuninzi okun...
more
iMapungubwe National Park ityelelwa ngamawaka-waka abantu mihla le (kuquka amaqela ezikolo) kwaye amanani anyuka ngalo lonke ixesha....
more
Ushishino lwamaphondo lwalucacile phakathi kwelizwe lase Zimbabwe kunye noNxweme laswe Mpuma ukusukela kwiminyaka yoo 800 AD, ngoko ke ixabi...
more