Ubukhosi base-Mapungubwe

Ezamandulo

©Roger de la Harpe

Ngeyesibhozo kweya-kaTshazimpunzi ngo-1933, ufumaniso oluphawulekayo lwengcwaba olunemvelaphi engaziwayo, olwalugcwe igolide, pha kwinqaba yamatye asendle.

Intsalela yalomphakathi wamandulo,eyaziwa ngoku njengo ‘Bukhosi base Mapungubwe’, ilityelwe kangange nkulungwane ezisixhenxe. Intaba yase Mapungubwe isixelela ibali lempumelelo lexesha lentsimbi kwisixeko esikhulu sase Limpopo, esasilawulwa yiKumkani yase Afrika kumawaka eminyaka.

Ukutyelela intaba yase-Mapungubwe, indawo apho abantu abafunda ngezinto ngezakudala bathe bagrumba khona iphondo lomkhombe, netoliki emangalisayo esecaleni kwesango eliphambili, ethi ‘ikhaya lphondo lomkhombe’.

Translated by Aviwe Damane