did you mean? cultural aspects of african culture

295 results found


clear language Filter

page 7 of 12

Imisebenzi yee Mango

...Umbutho we jusi zeziqhamo wase Mzantsi Afrika (South African Fruit Juice Association) uthi kungagalelwa nee preservatives kwijusi ebandayo ukuze ihlale ixesha elide-iinyanga ezintathu...
isiXhosa

iCoat of Arms ye Phondo leNtshona Koloni

...iCoat of Arms ye Phondo leNtshona KoloniiCoat of Arms ye Phondo leNtshona KoloniiCoat of Arms entsha yePhondo le Ntshona Koloni yabekwa ngokusesikweni ngomhla wama 25 Matshi, 1996...
isiXhosa

iCoat of Arms yase Mpumalanga

...iCoat of Arms yase MpumalangaiCoat of Arms yase MpumalangaiCoat of Arms yase Mpumalanga inesisekelo esiluhlaza kunye ne motto ebhalwe ngolwimi lwesi Latin - OMNIA LABOR VINCIT –ebhalwe kuyo, nethetha ukuba, “umsebenzi wodlula konke”...
isiXhosa

iUNESCO kunye ne The Cradle of Humankind

...iUNESCO kunye ne The Cradle of HumankindiUNESCO kunye ne The Cradle of HumankindiWorld Heritage Site©David Flemingeri-The Cradle of Humankind (okanye iCOH, njengoko ndiqhele ukuyibiza) yaqala ukwaziswa ku luhlu lwe World Heritage List njengesiza..
isiXhosa

Iimveliso zeTilapia kunye Nabathegi be Tilapia

...Lowo usebenza ngamayeza ongugqirha wezilwanyana (Integrated medician veterian of the University of California) ongu Davis wasebenzisa izikhumba ze tilapia ngempumelelo njengama bhandeji okunyanga izilonda zokutsha kwizilwanyana zasendle...
isiXhosa

Ingqokelela Yamagama Obisi

...machine cluster – ititi ezine nemibhobho encamatheleyoMilking order - indlela iinkomo ezisengwa ngayoMilking parlour – indawo ekusengelwa kuyoNatural service – ukusebenzisa iinkunzi ukumithisa ezinye iinkomoOmasum – isisu sesithathu se ruminantPersistence of..
isiXhosa

Iminyaka Yokugqibela Ka Winnie Mandela

...Phakathi kwamawonga akhe amaninzi asesikweni kukho la alandelayo: Freeedom of the City of Aberdeen (1984), United Nations Prize in the field of Human Rights (1988), The Order of Luthuli in Silver (2016)...
isiXhosa

Amagqaba Ntshintshi Ngemifuno Yemveli yase Mzantsi Afrika

...Remove the thorny fibres by taking a small piece of the stem and stripping it down the back of the leaf, removing the thorny fibres...
isiXhosa

iCoat of Arms ye Phondo laseLimpopo

...iCoat of Arms ye Phondo laseLimpopoiCoat of Arms ye Phondo laseLimpopoIsisekekelo seCoat of Arms yePhondo lase Limpopo imnyama naluhlaza kunye nombhalo/motto –ebhalwe ngolwimi lwesiNgesi ethi- PEACE UNITY AND PROSPERITY, nethetha “Uxolo Umanyano..
isiXhosa

Abantu beMiqolomba Yase Sterkfontein

...Kuba ummandla wonke we Cradle of Humankind wawusoloko unenyamakazi ezaneleyo namanzi kunye nomhlaba ochumileyo, kuyacaca ukuba izizwe zabaThwa zazihlala kule ngingqi...
isiXhosa

Intengiso Yenyama ye Bhokhwe eMzantsi Afrika

...©Susan Schoenian University of Maryland ExtensionEsinye isifundo esenziwe ngo 2005 ngu L Simela we University of Pretoria sibonakalise abathengi ( abarhola imali ezohlukileyo, kanye abohluke nangeminyaka) ngamaqela amabini nenyama yebhokhwe yathelekiswa..
isiXhosa

Iimfazwe Ezijikeleze iSterkfontein

...Isikhumbuzo sale mfazwe ikrakra neyayinde sisabonakala kwingingqi ye Cradle of Humankind nge Barton’s Folly kufutshane ne Hekpoort.Translated by Zizipho Silwana..
isiXhosa

Indlela Zolawulo lwe Litshi

...Iqela le South African Litchi Grower’s Association (SALGA) lixhasa kwaye lilawula imveliso yelitshi kunye nentengiso kwelo Mzantsi Afrika kwaye linganceda ngengcebiso ngendlela zolawulo ze litshi.Amanyathelo Wolawulo lwe Gadi Ezityale iLitshi Imithi..
isiXhosa

Iintlobo zee Bhokhwe Ezifuywayo eMzantsi Afrika

...Gcuwa ivelisa iimveliso ze Cashmere ezikwizinga eliphezulu ngoboya be bhokhwe yemveli iMbuzi.iMohair iveliswa yibhokhwe i-Angora ingakumbi eMpuma Koloni nase Ntlango (Karoo), nangonga ezingapha kwesiqingatha (50%) zithengiswa kwamanye amazwe. iSouth African..
isiXhosa

iCoat of Arms yase Free State

...iCoat of Arms yase Free StateiCoat of Arms yase Free StateiCoat of Arms yephondo lase Free State yabekwa ngokusesikweni ngomhla wesi 7,Meyi 1999...
isiXhosa

Ukubumbeka kwe Miqolomba eCradle of Humankind

...Ukubumbeka kwe Miqolomba eCradle of HumankindUkubumbeka kwe Miqolomba eCradle of HumankindDynamics zeMiqolomba©Roger de la HarpeUmmandla wonke we Cradle of Humankind ugcwele ziintanda, kwaye ezi ntanda zizo ezabangela ukubumbeka kwemiqolomba ephantsi..
isiXhosa

Yintoni I-Agroecology?

...Ngenene, inyanisekile kwisigqibo sokuhlonela amalungelo endalo nesibizwa nge ‘Universal Declaration of the Rights of Mother Earth,’ nesaqulunqwa kwi Nkofa Yabantu beHlabathi (World People’s Conference) eyayijolise kuguquguquko lwemozulu ngomnyaka ka 2010..
isiXhosa

iCoat of Arms yePhondo loMntla Ntshona

...iCoat of Arms yePhondo loMntla NtshonaiCoat of Arms yePhondo loMntla NtshonaLe yiyo kuphela iCoat of Arms kuwo onke amanye amaphondo oMzantsi Afrika eyenziwe ngemibala de yaphantse yafana nemibala yeflegi yesizwe, eyaqala ukusetyenziswa ngomhla wama 27..
isiXhosa

I-Sage Oil: Umthi Wamandulo Oliyeza

...I-Sage Oil: Umthi Wamandulo OliyezaI-Sage Oil: Umthi Wamandulo Oliyeza© Stan Shebs of University of California Botanical GardeniSage (Salvia officinalis) ngumthi wamandulo onamahlahla, onamagqabi anuka kamnandi ambala ugrey-naluhlaza anobude obuyi..
isiXhosa

Ukuqhambuka kwe Qhenqa eRobben Island

...Iintsalela zale puli, nezibizwa nge Baths of Bethesda, zisabonakala nanamhla oku kwaye amanzi amileyo amnyama aphakathi kwamatye aqhekekayo eliseleyo aseyintsholo ethunukayo kuluntu olungonwabanga...
isiXhosa

Ukumila Komhlaba The Cradle of Humankind

...Ukumila Komhlaba The Cradle of HumankindUkumila Komhlaba The Cradle of HumankindUkudaleka Kwamatye©David FlemingerUbuninzi bamatye akummandla wase Cradle of Humankind aluhlobo lwe Dolomitic bedrock, neyadaleka emazantsi amanzi adikidiki olwandle..
isiXhosa

Ukufuywa kwe Tilapia kwelo Mzantsi Afrika

...Ukufuywa kwe Tilapia kwelo Mzantsi AfrikaUkufuywa kwe Tilapia kwelo Mzantsi Afrika© Marinda LouwNgokubhalwe kwi South Africa’s Department of Agriculture, Foresty and Fisheries Aquaculture Year book, ezona ntlobo zentlanzi ezikukutya ezifunyenwe..
isiXhosa

Ama Richtersveld

...Kananjalo, lomthetho mtsha wapasiswa, ubizwa ‘imbuyekezo yamalungelo emihlaba’ ngelasemzini (Restitution of Land Rights Act of 1994)...
isiXhosa

uKuchongwa kwe Ngcuka yase Kapa

...kapa (Vulpus chama) ikwaziwa ngokuba yingcuka esilivele okanye isilver fox ngelase mzini yenye yezilwanyana ezazikhe zancinci kuhlobo lwezilwanyana ezizitho zine kweli lo Mzantsi Afrika. luhlobo lwesilwanyana olukhuselekileyo kwaye ngokwe The Red List of..
isiXhosa

Ipaki iSimangaliso Wetlands Park

...The development of iSimangaliso is ongoing. More than 14,000 hectares of commercial plantations have been removed and the land rehabilitated...
isiXhosa

page 7 of 12

NextPrevious