Ingqokelela Yamagama Obisi
Abomasum – isisu zesine senkomo ngaphakathi
Acidosis - i-acidi ephezulu yamanzi erumen
Al - ukumitha ngokusebenzisa indlela ethile
Bacteria – amajoni omzimba kwi rumen
Bloat – ukuqunjelwa kwe rumen
Bull guides – ulwazi ngofuzo lwe nkunzi zenkomo ezisetyenziswa kwindlela yokumithisa
Calf ease – ukuba lula kokuzala
Calving down data - ulwazi ngokuzala
Colostrum – ubisi lokuqala emveni kokuzala
Concentrate – ukutya kobisi
Downer cow syndrome – iinkomo ezileli phantsi ngenxa yobisi
Drying off (dried off) – ukuyekisa ukuphuma kobisi
Dual- purpose breeds – iintlobo ezisetyenziselwa ukuvelisa ubusi nenyama yenkomo
Dystocia – akukho ndlela yendalo yokuyekisa ukuzala
Early lactation – iintsuku zokuqala emveni kosuku lokuzala
Estimated breeding values (EBV’s) – imbonakaliso yofuzo lwesilwanyane (ukubaluleka)
Feed Concentrate – ukutya kobisi
Foot rot - usuleleko kwenzipho zenkomo
Fore-milking – ubisi lokuqala olusuka kwingono
Genetic merit – ukubaluleka kwenzala yenkomo
Heat tolerance – ukunyamezela isimo sezulu esishushu
Heifer – inkomo ese lithole phami kokuzala
Hypocalcaemia - icalcium encinci egazini
Ketosis – isifo sokwetyisa ukutya xa kuqla ukuncancswa ngenxa yokuqhekeka kwamafutha
Lactation number – imboniselo yenani lamathole azelweyo okanye iminyaka yenkomo
Lactation stage – inani lentsuku emveni kokuzala
Law of diminishing returns – ukwehliswa kwengeniso
Mastitis – usuleleko lwebele
Mastitis cup – isixhobo sokujonga umgangatho wobisi
Milk fever – icalcium esenzantsi egazini
Milk let down – ukuphuma kobisi
Milk salve - isithambisi sokuthambisa iingono
Milk urea nitrogen – izinga le nitrogen ebisini elichaza ukungalingani kwe protein ekutyeni
Milk yield – ubisi oluvelisiweyo
Milking machine cluster – ititi ezine nemibhobho encamatheleyo
Milking order - indlela iinkomo ezisengwa ngayo
Milking parlour – indawo ekusengelwa kuyo
Natural service – ukusebenzisa iinkunzi ukumithisa ezinye iinkomo
Omasum – isisu sesithathu se ruminant
Persistence of milk production – ukwehlisa kwenkomo emveni kokonyuka kobisi
Positive energy balance – Amandla aphezulu kunamandla afunekayo
Post -milking dip – ukunxuzwa kwe diphu kwititi emveni kokusela
Pre-milking dip - idiphu ye titi phambi kokusenga
Production stage – iintsuku emveni kokuzala/iintsuku zobisi
Reticulum – isisu sokuqala se ruminant
Roughage – ingca efana ne mizi okanye amadlelo
Rumen – isisu sesibini se ruminant
Silage – ingqolowa emanzi egciniweyo
Sire – inkunzi
Sire selection – ukukhetha iinkunzi ezikulungeleyo ukuzala
Solid content of milk - ukudityaniswa amafutha, protein, kunye ne lactose kubisi
Somatic cell count – imbonakaliso yosuleleko lwebele
Teat dip – isichazi zintsholongwane
Total mixed ration (TMR) - indibaniso ye ngca kunye nokutya okunomxube
Zero -grazing systems – akusetyenziswa kwa madlelo ukutyisa iinkomo
Translated by Zikhona Plaatjie