Ukumfaxanga Ijusi

© Marinda Louw

Njengoko ilizwe liphucuka, nabantu bekude nakwindawo ezivelisa ukutya kukho indlela yokongeza ukubaluleka kwimveliso zolimo ezihlaza. Ukumfaxanga ijusi yindlela yokongeza ixabiso kwaye yindlela elunge kakhulu ukongeza ixesha lokuhlala kweziqhamo nemifuno, yongeza ukusebenziseka lula nokongeza izinongo namanzi (fluids) kukutya kwemihla-ngemihla.

Ukumfaxanga ijusi, indlela apho ukufuma nezinongo zithi zifunxwe kwisityalo esifana neziqhamo nemifuno ngoku wisa amadonga wamajoni wemveliso ngomatshini nange khemikhali.

Ukumfaxanga ijusi ingayindlela yokongeza ukubaleluka kwimveliso yomfama kodwa inendlela ezingqongqo zokulawula imveliso yesiqhamo njengo kulungisa imveliso, ukhuseleko lokutya, indlela ezicocekileyo zokupakisha kunye nokugcinwa kwindawo ezibandayo ukuze zivelise imveliso enezinongo, incasa kunye nokuseleko lwemveliso

Translated by Zikhona Plaatjie

Isiselo se Jusi kunye ne Mpilo

Isiselo sejusi esimfaxangiweyo sine zinongo ezininzi ezincedisana nomziba ukuze uhlale usempilweni, kodwa amahlelo afana nokuyibandisa, ukuy...more

Isiselo se Jusi - Iintlobo kunye no Calulo

Ukumfaxanga isiselo se jusi kohluka ngokuthi ukhame uhlobo lwesiqhamo olunye ekhaya, ukuya kuthengisela iinkampani zamazwe angaphandle isise...more

Ukumfaxangwa kwe Ziqhamo ne Mifuno

Ukumfaxangwa kweziqhamo nemifuno ngenjongo yokwenza isiselo, yinto kudala isenziwa, indala ukogqitha ezolimo....more

Imithetho yoku Mfaxanga

Ukulungisa imveliso esandula ukukhiwa ukuze umfaxange isiselo kuquka ngapha kokufunxela esityeni....more