Ukulungiswa Kokutya eMzantsi Afrika

© Marinda Louw

Abantu abaphucukileyo abahlala kwizixeko baxhomekeka kakhulu kukutya osele kulungele ukutyiwa. Ukuhlala kude neefama nesidingo sokuba bahambe ukuya emisebenzini kushiya ixesha elincinci lokupheka ukutya ekhaya, liphinde libelincinci kakhulu elokuzikhulisela ukutya ekhaya.

Ukucola ukutya konga ixesha, yindlela elula yokongeza izinongo ekutyeni kunceda amafama, hayi kuphela ngesizathu sokusasaza imveliso abayinikezayo kodwa nokusebenzisa imveliso eshiyekileyo nokongeza ubomi bemveliso nokufumaneka ngapha kwexesha lokukhuliswa kwesityalo.

Ukucolwa kokutya okuhlaza okufana neziqhamo nemifuno kuquka ukomisa, ukukhenkcezisa, ukumfaxanga, ukudidiyela ze phinde kwenziwe okunye oku nkonxiweyo, ipickles kunye nemveliso ezixabisekileyo. Ngokufanayo, ukutya okuhlaza okufana nemnyama, ubisi, kunye negqolowa ziyalungiswa ze zigcinwe kodwa oluhlelo lwendaba ezibhaliweyo luzakucacisa ngendlela ezilula zokucola okanye ukugcina iziqhamo nemifuno.

Translated by Zikhona Plaatjie

Ukunkonxa

Ukunkonxa iziqhamo, imifuno kunye nezinye iintlobo zokutya ezifana ne ntlanzi, nokutya okulungele ukutyiwa ziquka uvaleka ngci kokutya, inko...more

uKuqwayitwa kwe Ziqhamo kunye neMifuno

Iziqhamo ezininzi zase Mzantsi Afrika, ezifana ne greyphsi, aprikothi, pesika, apile, pere, mango, bhanana ziyomiswa. Xa zisomiswa kukhutshw...more

Ukuvundisa

Ukuvundisa luhlelo apho kujikwa isitatshi (iikhabhohayidrethi) kunye nee swekile zibe ziimveliso ezifana notywala (isiselo somdiliya omfaxan...more

Ukukhenkcezisa Ngokomisa

Ukukhenkcezisa ngokomisa (Freeze Drying) yindlela ekudidi oluphezulu lokonga ukutya....more

iiMveliso Ezenziwa nge Ziqhamo Mzantsi Afrika

Amafama eziqhamo angongeza ixabiso kwiziqhamo zabo ngokuthi enze izinto ezahlukeneyo ngeziqhamo abazilimayo. Iziqhamo zisenokomiswa, zinkonk...more

Ukumfaxanga Ijusi

Njengoko ilizwe liphucuka, nabantu bekude nakwindawo ezivelisa ukutya kukho indlela yokongeza ukubaluleka kwimveliso zolimo ezihlaza....more

Ukubiliswa Kokutya

Ukubiliswa kokutya (pasteurisation) kwaqalwa ngu Louis Pastueur, ingcaphephe yase France....more

Ukonga Ukutya Kungonakali

I-Pickles kukutya okusokishiweyo kwityuwa okanye amanzi ane asidi enceda ukuthintela umonakalo....more

Ukutshisa Ukutya

Ukutshisa ukutya (smoked foods) yindlela yakudala; enye yendlela zokuqala zokupheka nokugcina ukutya kuhlale ixesha elide, ukutya okufana ne...more