I-Payina

© Roger de la Harpe

Amapayina nawo zizityalo ezithanda iindawo ezinamanzi esinencindi emnandi, inomphandle onendawo ezimbala we golide nomphandle ohlabayo. Sesinye seziqhamo ezibalulekileyo ezilinywa eMzantsi Afrika, indawo zemveliso yi Nothern Kwa Zulu Natal, Mpuma Koloni ne North West. Ipayina libalulekile kwintengiso yamazwe angaphandle kwaye iyathengiswa nakwi ngingqi engqongileyo kwaye ithengwa kakhulu.

Amapayina agcwele izinongo nezikhuseli mzimba, kunye ne zakha mzimba ne fibre. Ingancedisana nokucola ukutya esiswini, inikeze impilo kwaye lehlisa ukudumba okuhamba neentlungu. Ithandwa kakhulu kwaye iyafunwa kumazwe onke kwaye intengiso yangaphandle inokhuphiswano olukhulu.

Translated by Zikhona Plaatjie

iMveliso Yama Payina

Ipayina elimile okwe pine-cone (Ananas cosmosus) sisiqhamo esikhula kwiindawo ezifudumeleyo kwilizwe loMzantsi Afrika. Esi siqhamo silinywa ...more