
iiAvocado eMzantsi Afrika
IIizwe loMzantsi Afrika lilizwe elibalulekileyo kwimveliso yee avocado ezithengiswa kumazwe angaphandle. Eli lizwe lithengisa ii-avocado kumazwe asemantla xa imveliso yawo inqongophele. Likwathengisela nabemi balo. Malunga nesiqingatha zemveliso yase Mzantsi Afrika ithengiswa kwamaye amazwe, ingakumbi kumazwe ase Europe.
Isiqhamo esizele zizinongo- zityebile zii oli ezisempilweni kunye nee vithamin. Iiavocado zityiwa zinjalo kodwa kusenokwenziwa ngazo i-oli okanye zicujwe kwenziwe ngazo iguacamole. Ezona ngingqi zivelisa isiqhamo se avocado eMzantsi Afrika zezo zikwimimandla etshisayo ekumaphodo angentla elizwe.
Translated by Zizipho Silwana

Ilizwe lase Mzantsi Afrika lelinye lawona mazwe avelisa i-avocado, akwindawo yeshumi elinesibini (12th), kodwa imveliso yonyaka nganye iphak...
more
Ubukhulu becala ii-avocado zityiwa zinjengoba zinjalo kodwa zisenokutshintshwa kwenziwe ngazo i-oli okanye zicunyuzwe....
more
eMzantsi Afrika, ii-avocado ziziqhamo zase busika. Ziveliswa kwii ngingqi ezifudumeleyo zelizwe, ingakumbi kumaphondo ase Limpopo kunye nawa...
more
Isiqhamo esisetyenziswa kwizinto ezininzi kwaye esine sondlo, i-avocado ziveliswa kwisimo sezulu esifumileyo, kwimimandla enemithi enamagqab...
more
Kubalulekile ukwazi ukuba ii-avocado azivuthelwa emthini, koko kufuneka zikhiwe ukuze zivuthiswe kakuhle....
more
Ulimo lwe avocado lulungele imozulu ezitshisayo, kunye namaqondo obushushu obungama 20-25℃ mihla le. Kwilizwe loMzantsi Afrika, iingingqi ...
more
Ngokwe Avocado Growers Association (SAAGA), malunga no 80% wemithi ye avocado eveliswa kwindawo zeli lase Mzantsi Afrika yi Hass enesikhuba ...
more