I-Buckwheat

© Nima t100

I-Buckwheat sisityalo esinamagqabi kwaye asifani ne ngqolowa. Amagqabi wayo okanye intyatyambo zayo zivelisa iinkozo ezincinci ezityiwayo okanye zigutywe ukwenza umgubo wokuxova. Sisivuno esilungileyo sokogquma ezinye izityalo kwaye sinikeza incindi kwiinyosi.

Sisivuno sakudala esilinywa kakhulu kwihlabathi lonke, ingakumbi kwelase Russia nase China. Nangona ibuckwheat ibilinywe kakhulu apha eMzantsi Afrika kumashumi weminyaka edlulileyo, yathi yanyamalala kwavela ezinye izivuno nazo ezikwaziyo ukuba zityiwe yimfuyo emadlelweni.

I-Buckwheat iqalile kwakhona ukunikeza umtsalane wabathengi abathanda iingqolowa ezingenayo igluten.

Translated by Zikhona Plaatjie

Ukulima iBuckwheat

I-Buckwheat (Fagopyrum esculentum), okanye i(Fagopyrum esculentum Moench) sisityalo esiphezulu kwi protein esiphuma njenge ntyatyambo, ukusu...more

Imveliso ye Buckwheat

I-Buckwheat (Fagopyrum esculentum) sisityalo esihluma rhoqo ngonyaka, sifikelela kubume obungama 1.2m ubude nengcambu ephezulu kwaye lifutsh...more