
AmaZulu
Imvelaphi yamaZulu, nekukholeleka ukuba alolona hlanga lunabantu abaninzi kwilizw loMzantsi Afrika, isusela kubukhosi obuncinane obuthetha isiNguni.
Obu bukhosi bavela ngethuba leminyaka ye sentyuri 16 kufuphi nomlambo Umfolozi River, kwindawo eyaziwa nge KwaZulu-Natal namhlanje. uShaka, nowaba yinkosi yeqelana elincinci lamaZulu ngomnyaka ka 1818, wenza isisekelo sesizwe samaZulu. Lo ka Shaka wokha obona bukumkani bakhe banamandla kulo lonke elamazantsi Afrika.
Translated by
Zizipho SilwanaUmculo, ingoma kunye nomxhentso zidlale indima ebalulekileyo kubomi bohlanga lwamaZulu. Hayi nje kumntu omnye kodwa kuluntu lonke luphela....
moreMandulo, impilo yemihla ngemihla kwikhaya kumzi (umuzi) wohlanga lwamaZulu, yayiqulathe imisebenzi efanayo. Imisebenzi yekhaya yayisahlulwa ngokucacileyo phakathi kwesini...
moreNgethuba lokuphatha kuka Shaka kunye nabalandela yena, ukukhula namandla wesizwe samazulu kwakulele kubume bomkhosi kunye nezakhono zawo. Umkhosi wawakhelwe kwindlela ebizwa ngo kubuthwa...
moreUbume beze politiki bamaZulu kwakhiwa oku kwe pyramid. Esisekweni sesi sakhiw kwakukho imizi ezimeleyo, neyayibalwa njenge lona qela lincinane kuhrulumente wesizwe....
moreKuyo yonke imbali yamaZulu, inkolo yasoloko idlala indima ebalulekileyo kubomi bamaZulu: Kwiimfazwe, kwimisitho, kumanqanaba ohlukileyo kunye neengxaki zobomi babantu...
moreMalunga nomnyaka ka 1550 uMalandela, inkosi enabalandeli abaliqaqobana yazinza emazanzi kwe Amandawe Hill ngasemazantsi omlambo Umhlatuze River kanye ngaphambi kokuba ungene eNkwaleni Valley....
moreNgomnyaka ka 1787, USenzangakhona, inkosi eselula yamaZulu (neyafumna igama layo komnye woonyana baka Malandela ababethanda ukuxabana), yazala unyana ngaphandle kwasemtshatweni, uShaka....
moreAnemvelaphi yawo amayeza esintu kuluntu lwamaZulu. Kwaye imisebenzi yawo kunye nendlela asetyenziswa ngayo sele ithande ukutshintsha ngokuye kuhamba kweminyaka....
moreUkuzalwa komntana kuhlanga lwamaZulu oko yaye iyinto yabafazi bodwa. Kwaye akukho ndoda ivumelekileyo xa kubelekiswa umfazi. Abantu abazalisayo iba ngoomama abadala bo muzi lowo...
moreMandulo ubomi bamaZulu banemithetho engqingqwa ekufuneka ilandelwe. Umntu ngamnye wayene ndawo yakhe kunye nemisebenzi ethile ekufanele ukuba ayenze....
moreUsapho lusisiseko sobomi besintu bamaZulu, nalapho yonke into isekelwe phezu komzi (umuzi). Kudala umuzi ngamnye wawune ntloko yekhaya (umnumzane), kunye nabafazi bakhe kunye nabantwana bakhe...
more