Ama Pedi

© Dr Peter Magubane

Igama lama Pedi lalisetyenziswa ukuchaza a-Basotho base Mpumalanga kunye nakwi phondo lase Northern Province eMzantsi Afrika. Kutsha nje, lamaqela abizwa ngokuba ngama Northern Sotho.

Ama Pedi, kuba awaqondakali ncam, ayingxenye ya Basotho ababehlala kumantla olwandle ababehlala ngasentla kwingingqi ye Pietesburg. Amanye amaqela amancinci ase Northern Sotho, maninzi awakhe aphantsi kolawulo lwama Pedi, nga Basotho base Lowveld ezantsi kom-mandla we Drakensberg, kunye nabe Sotho be siphaluka iMpumalanga, ngase Lydenburg.

Uphuhliso Kuluntu lama Pedi

Ama Pedi athi emveni kokoyiswa ngama Britane afudukela kwindawo ezazisele zibekelwe wona. Okokuqala enye yezindawo yayi yindawo ebalulekiley...more

Ukohlulana kwama Pedi ngokwe Sini

Inkcubeko yesintu sama Pedi, iye yenza umahluko phakathi koluntu ngokwesini kumanqanaba onke. Oku ke kwachaphazela zonke iinkalo zobomi babo...more

Ukohlulwa ngokwe Sini phakathi kwama Pedi

Ngexesha ama Pedi okanye oMaroteng ayeziva enamandla, phantsi kokukhokhelwa ngu Thulare, Ngeminyaka yoo 1790 -1820, babehamba begqogqa rhoq...more

Ukukhula Kwama Pedi nganye

Njebanye abantu abathetha iilwimi ze Bantu, umtshato wama Pedi (lenyalo) abavumi ngo kusesikweni phakathi kwabantu ababini: ngumba oxhalabis...more

Ubuchule Bemizobo kunye Nemisebenzi Yezandla yama Pedi

Imisebenzi yezandla yobuchule ebalulekileyo kuma Pedi iquka okwenziwe ngomdongo, ukukalika izindlu, ukusebenza ngama planga, imisebenzi yenk...more

Umbutho Woluntu lama Pedi

Ngokufanayo na Basotho na Batswana, kumaxesha angaphambili babehlala kwilali ezinkulu ezathi zohlulwa ngokwa maqela ekgoro ezibekwe phakathi...more

Ubume bezo Politiko kuma Pedi

Kwakukho ixesha apho ama Pedi ayenamandla kwindawo enkulu kwicala lase Limpopo, Vaal kunye nomlambo iKomati, Amandla awo ayefikelela kwindaw...more

Umsebenzi Wolwaluko Lwabafazi bama Pedi

Ngosuku lokugqibela lokuphela kolwaluko lwama Pedi ibogwera, ibyale luyaqala. Kuphela zintombi ezithe zenzelwa isiko lokuphuma kubuntombazan...more

Umsebenzi Wolwaluko lwama Khwenkwe ama Pedi

Ixesha lolwaluko, lalifudula libakaphakathi ebusika, kwaye nakule mihla kusenjalo, lalixhomekeka ke kubukho buka nyana ohloniphiweyo okanye ...more

Ama-Pedi ase Mzantsi Afrika

Iimbono zohlukile okokuba ama Pedi alifumana kanjani igama lawo. Okunye okubhaliweyo kukuba igama kukutshabalala kuka Vhambedzi, igama leqel...more