did you mean? cultural affects of african cultural295 results found
page 11 of 12
Ukufama iiBhokhwe zibisi eMzantsi Afrika
...©Heinrich Hacker
of Fränkisches Freilandmuseum FladungenI Bunte Deutsche Edelziege (BDE) yibhokhwe enkulu neyomeleleyo emibalabala. Iyakwazi ukuhamba kwaye sisilwanyane esizalayo esiphila ixesha elide esikwaziyo ukuzimela nezifo...
isiXhosaCarignan
...The grapes ripen from late mid-season, from the second half
of March.Amagaqa Omdiliya Amagaqa wawo amnyama, arawndi kwaye mancinci ukuya phakathi ngomlinganiselo...
isiXhosaUkondla Iibhokwe Zobisi
...Isidlo esisemgangathweni ophezulu nesinencasa siyadingeka ngeli xesha.Iimfuno Zesondlo seBhokwe Encancisayo ©Susan Schoenian University
of Maryland ExtensionKwi litha ezintathu eziveliswayo, ibhokwe encancisayo idinga malunga nama 1.5kg ye ngca (..
isiXhosaImizi YeSintu YamaZulu
...Babe ziwere entirely independent
of the chief dwelling.Social Order©Dr Peter MagubaneNangona indoda yomZulu isenokuba neqela labafazi, kwakungafane kubekho ngquzulwano okanye mona, njengoko abafazi bonke babezimele...
isiXhosaIfuywa njani I-Catfish
...Kwelase Central nase West Africa, ezintlobo zixhaphakile netoni ezingapha kwama 250 000 ezilinywa rhoqo ngonyaka eCameroon, Nigeria kunye nakwi Democratic Republic
of the Congo.Eyonanto inodumo kweli lase Mzantsi Afrika, zimveliso ze catfish ezithandwayo..
isiXhosaUmgangatho Wamanzi Kulimo Lwentlanzi Kumanzi
...Ubushushu obungapha kwama 20℃ buzakwenza itrout iyeke ukukhula kwaye oku kwenze ezinye iingxaki kwimveliso, esifana nokongezeleka kwezifo nengxaki ze oxygen uyacacisa uHenk Stander oyinqnunu yomphathi kwicandelo le Aquaculture Department
of Animal Sciences..
isiXhosaUkufika Kwabathunya Bevangeli Bokuqala eRichtersveld
...Abashiyekayo bayakuthi baphoswe ngumdiliya omfaxangiweyo iintsuku ezintandathu.Ngezo ntsuku, inkampani yayi landela icawe yama Datshi i-Dutch Reformed Church
of Holland, kwaye umphathiswa wokuqala, uJohan van Arkel, wafika kwele Ntsona Kapa ngonyaka ka..
isiXhosaIingxaki kunye Namathuba Okukhulisa iInyosi
...Iingxaki kunye Namathuba Okukhulisa iInyosiIingxaki kunye Namathuba Okukhulisa iInyosi eMzantsi Afrika© Dawid SmitDue to the decline in native bees numbers farmers have to rely on managed bees for pollination
of blueberries.Iingxaki Zokukhulisa iInyosi..
isiXhosaUkuthenga Intlanzi ezise Ncinci
...Kufuneka ifunyanwe iintsuku ezilishumi elisine (14) phambi koluhambo ngesithuthi, uyacebisa uHenk Stander oyinqununu ephetheyo kwicandelo le Aquaculture: Department
of Animal Sciences at Stellenbosch University...
isiXhosaUsuku kwi mini ka Mandela
...Mini ithile esenza umfanekiso bhanyabhanya othi “A Day in the Life
of the President” wayesenzela iWeekly Mail TV Production unit, wayevuka ngaphambi ko Sam abe ephuma kwisikhululo senqwela moya eMthatha eTranskei ngo 5:30...
isiXhosaUngatyala Eziphi Izivuno zama Dlelo
...Ungatyala Eziphi Izivuno zama DleloUngatyala Eziphi Izivuno zama Dlelo© University
of Maryland ExtensionUkukhethela amadlelo izityalo kuxhomekeka koku:Isimo sezulu nemeko zomhlabaUkufumaneka kwamanziZeziphi izilwanyana okanye ingaba ingqokelela yezilwanyana..
isiXhosaIzivuno Zasehlotyeni eMzantsi Afrika
...uveliswa kwindawo ezinetha imvula yehlobo, ingxenye yemveliso iye isuke kwelase Free State, kuxhomekeke kwimeko zezulu kunye nabathengi, kulandela iNorth West ne Mpumalanga, Gauteng ne Kwazulu Natal nazo zivelisa umbona omninzi.I-Soybeans©Courtesy
of..
isiXhosaPinot Noir
...Grapes ripen early midseason, from the first half
of February.Amagaqa OmdiliyaAmagaqa alomdiliya mancinci, amile okwe ovali...
isiXhosaUlawulo Lwezityalo ze Pomegranate
...Xa uqala izityalo ze pomegranate ezintsha, amafama angalindela okokuba umsebenzi wesandla ongama 80% egadini yezityalo uzakuba ngaphandle kokusetyenziswa kweleli, uyacebisa uJorrie Mulder, ongumcebisi kwi Pomegranate Producer’s Association
of South Africa..
isiXhosaYintoni iListeria?
...Ngokuqinisekileyo iinyama ezibandayo zazosulelekile ngenxa yezandla zabantu noku pakishwa, kodwa hayi kuba isifo isuka enyameni.Ingathinteleka njani iListeria©University
of Nebraska-Lincoln ExtensionWash hands every time you work with fresh meat.iListeria..
isiXhosauBomi buka Dr. Peter Magubane
...Saku ngavunywa isicelo sakhe sobulungu kumbutho wabafoti abamhlophe, iPhotographic Society
of South Africa, abafoti beDrum basungula umbutho wabafoti ovuleleke kwintlanga zonke, i-Progressive Photographic Society...
isiXhosaI-Salty Ice Plant yee Saladi
...Imbewu yayo ityiwa ngamaxesha endlala enkulu.Ice Plant Njenge Yeza©Frank VincentzThe leaves
of the Ice Plant can be added raw to salads or boiled like spinach.Esi sityalo singasetyenziswa ukunyanga ukudumba nokutshotshozela kwe zibindi, isinyi kunye..
isiXhosaUkubuka iSterkfontein
...Izihlangu ezilungiselelwe ukuhamba, ijini kunye nesilamba esingangenwa manzi, zizinto ongazinxiba ukuze uhambe ngokukhululeka.iSenta Yabatyeleli yaseMaropeng©David FlemingerAbase magunyeni abohlukeneyo naba noxanduva lwe Cradle
of Humankind bathatha..
isiXhosaUphando Lwe Vredefort Dome
...Kwiminyaka yoo 1960, ingxelo esuka kwi saveyi ebizwa nge Geological Survey
of Ottawa yabonakalisa umahluko phakathi kwendidi ezimbini ze crater: Ezo zinobubanzi obungaphantsi kwe khilomitha eziliqela, nezazivamise ukubanokumila okumgobongqo, kunye nezo..
isiXhosaUbume Bomhlaba Wase Richtersveld
...Njengoko uWillem Steenkamp ebalisa kwincwadi yakhe yeenkumbulo zobomi bakhe, nesihloko sithi Land
of the Thirst King, ‘Lendawo ifana ne khostina. Ukuba ufuna ukuhlala phakathi kwimida yayo ungayinweba uye kuma eVredendal...
isiXhosaYintoni Ukonyuka Kolophu?
...© National Association
of Farm Broadcasting (NAFB)Amanzi angafumaneka ngendlela ezintathu- eqinile njenge ziqede, njengamanzi, okanye nge gesi eli lophu. Ukonyuka kolophu kwenzeka xa amanzi ejikeka abengu mophu owonyukayo...
isiXhosaIindlela Zokukhongozela Amanzi Emvula
...Department
of Agriculture)Amanzi emvula aqokelelwa ngemisele kunye neendledlana ezimfutshane ezikhongozela amanzi. Oku kwenziwa ngokugrumba imingxunya engekho nzulu kunye namapitsi amancinci okukhongozela amanzi. Onke amanzi agcinwa phezu komhlaba...
isiXhosapage 11 of 12
NextPrevious