I-Citrus

©Louise Brodie
©Louise Brodie
©Louise Brodie

I-Citrus ligama lengqokelela elijolise kuhlobo lwezityalo eziyimithi enamahlahla kusapho lwezityalo, iRutaceae. Izityalo ze citrus zivelisa isivuno esibalulekileyo ezifana ne orenji, mandarins, lamuni, kunye ne lime ne grapefruit. Intsusa yesiqhamo icitrus sisukela kuma zantsi we East Asia, cebukuhle kummandla oluleka ukusuka kumazantsi we China ukuya kwi Northeast India. Isivuno se Citrus silinywa kwimimandla iinkulungwane nokulinywa exesheni kweziziqhamo kuye kwa nonela kwi ndawo ezomileyo nemimandla enemvula kwihlabathi jikelele.

Isiqhamo icitrus siveliswa kwimithi ehlala iluhlaza yaka (evergreen). Imithi ye citrus iyadubula ngexesha lentwasahlobo ze isiqhamo sikhule ngexesha ukusukela entwasahlobo ukuya ehlotyeni apho sithi sivuthelwe okokuba sivunwe ekupheleni kokwindla ukuya ekuqaleni kobusika.

Isiqhamo icitrus sinezigingqi kwaye sinesikhumba esityebileyo. Isiqhamo siya xotyulwa phambi kokuba sityiwe kwaye isikhumba, esiziwa ngokuba ngamaxolo ze umphandle waziwe ngokuba yinwebu ziyalahlwa. Zonke iziqhamo ze citrus zine citric acid ne ascorbic acid, eyaziwa ngokuba ngu vitamin C. iziqhamo ze citrus zaziwa ngevumba elivakala kakhulu kunye nezinye iintlobo ze citrus ezifana ne lamuni ne lime, zona zimuncu ngencasa, logama ezinye zi switi, eziziqhamo ngesiqhelo zinevumba elibukhali, oko kwenza limonoid ze oli ezifumaneka kwisikhumba sesiqhamo.

Translated by Zikhona Plaatjie

Imveliso ye Citrus

Xa kujongwe amanani wemveliso, isiqhamo icitrus sesona siqhamo sikhulu kwezintengiso yeziqhamo kwelo Mzantsi Afrika, kwaye sijolise kakhulu ...more

Iintlobo ze Citrus

Ii-orenji zezona ziqhamo ze citrus ezithandwayo eMzantsi Afrika, kwaye lelona hlobo lithandwayo le citrus kwaye ngama 60% we citrus ethengis...more