did you mean? cultural affects of african cultural295 results found
page 3 of 12
Ukukhathalela Izilwanyana Eziluhlobo Olutya Imfuyo yakho
...Ukususwa kwe
African Wild Dog, umzekelo ayizukwenza ukwenyuka kwinani lodyakalashe kuphela kunye neengxaki ze ngqawa, kodwa ingenza ne
African Wild Dogs ezisencinci zingafundi kwezindala ukungakwazi ukuzingela kakuhle ze zibuyele kwimfuyo ukufumana ukutya.Ukuba..
isiXhosaYintoni Ukulima Izityalo Eziphilayo?
...Ukugunyaziswa kwenziwa yi Afrisco, umzimba owaziwa ngokuba yi South
African Organic Certification Body, ogunyaziswe phantsi kwe IFOAM (International Federation
of Organic Agricultural Movement) nemithetho yayo...
isiXhosauShishino Loku Nkonkxa Lwase Mzantsi Afrika
...uShishino Loku Nkonkxa Lwase Mzantsi AfrikauShishino Loku Nkonkxa Lwase Mzantsi Afrika©Glenneis KrielUmbutho we The South
African Fruit and Vegetable Canners Association wasekwa ngo Januwari ka 1954...
isiXhosaIinyosi kunye ne Pollination
...Tlou Masehela we South
African National Biodiversity Institute (SANBI).Kwizityalo ze citrus okanye ze canola nalapho kungadingeki pollination yanyosi, umfama akahlawuli mali kumgcini nyosi...
isiXhosaStriped Skink
...Striped SkinkStriped Skink© Tyrone PingIgamaStriped Skink,
African Striped Skink [Trachylepsis striata]UdidiIsilwanyana esirhubuluzayoI-odaSquamataUsaphoScincidaeUbude imazi60 - 90 mmUbude inkunzi60 - 90 mmInkcazeloEli-lovane linomzimba ophakathi..
isiXhosauMzantsi Afrika Ngo 1980’s ngu Rev. Desmond Tutu
...Desmond TutuUkwanda ko Qhankqalazo©Eric MillerArchbishop Desmond Tutu reconsecrates the St Georges Cathedral after riot police went in th enight before. 5 Sept 1989.Ngomnyaka ka 1980 kwiphulo lam, ezinye iinkokheli ze South
African Council
of Churches..
isiXhosaUtyatyazo lweHagu
...Iihagu ezigulayo kufuneka zinyangwe ngee
of antibiotics, zinikwe namanzi amaninzi kunye ne electrolytes ukuthintela ukuphelelwa ngamanzi emzimbeni. iRotavirus sisifo esiyintsholongwane eyosuleleyo, nesibangela umhambisos ongamanzi...
isiXhosaAfrican Rock Python
...
African Rock PythonAfrican Rock PythonUgqoloma© Shem CompionIgamaUgqoloma [Python sebae]UluhluReptiliaUbumeSquamataUsaphoBoidaeEzinye iindidiZimbini iindidi ezaziwayo: UQgoloma [Python sebae sebae]Kunye ne Foli [Python sebae natalensis]Ubude (Imazi..
isiXhosaiRobben Island Yaziwa Kwihlabathi Lonke
...Ngeminyaka yocalulo iRobben Island yaye yaziwa kwihlabathi lonke njengendawo apho uNelson Mandela kunye neenkokheli eziphezulu zombutho we
African National Congress babevalelwe khona...
isiXhosaJackalberry
...Lomthi uzalana nosapho lwe-Ebenaceae futhi waziwa njenge
African ebony.IintyatyamboIintyatyambo zalomthi zincinci kwaye aziqapheleki...
isiXhosaBlue Duiker
...Ezi zityalo zihlelwa njengezinqabileyo kwi-South
African Red Data Book.Amanqaku aseMzimbeniiBlue Duikers ayaziwa ukuba itya amaqanda eentaka kunye nezinambuzane-ezenza i-omnivorous, nangona ukutya okubaluleke kakhulu kukuhlaza...
isiXhosaUfuyo lwe Alpaca eMzantsi Afrika
...Abafuyi kunye nabaninizo baxhaswa ngumbutho obizwa nge South
African Alpaca Breeders Society. Lo mbutho wasekwa ngomnyaka ka 2001. Ii-alpaca ezise Mzantsi Afrika zifuyelwa uboya bazo, njengemfuyo, zikwathengiswa nanjenge zilwanyana...
isiXhosaiSwine Fever
...Iimpawu eziqaphelekayo, ngokwe South
African Pork Producers Organisation’s incwadi ethi Pigs for profit nazi: Umkhuhlane okwididi oluphezulu ungaqala kwintsuku ezimbalwa phambi kwazo zonke iimpawu...
isiXhosaYintoni iRoyal Jelly?
...Ukuzama ukuvelisa iroyal jelly kwindawo apho inyosi ‘i-
African bee’ (Apis mellifera scutellata) ilinywa khona izakwenza kubenzima ‘kwingxaki ye Capensis’ engenza kutshabalale amaqembu weenyosi (Ingxaki ye Capensis kuxa iinyosi zase Kapa zithatha indawo..
isiXhosaAfrican Elephant
...
African ElephantAfrican ElephantIndlovu© Justin FoxIgamaIndlovu [Loxodonta africana]UkwazisaIndlovu sesinye sezilwanyana esikhulu elizweni, ubunzima zii ton 7 sibude 3.3m ukuma nje ngamgxa. Zinobomi obude kufika kwiminyaka eyi 70...
isiXhosaInkcazelo nge Ngwe
...Ngokubhalwe kwi South
African National Biodiversity Institute (SANBI), umbala wayo ubaphakathi kuka tyheli ongacacanga ukuya ko golide, kunye nemibala emnyama...
isiXhosaiMveliso yePere
...pere.iMpumelelo yoPhando Research Breakthrough©Louise BrodieImpumelelo enkulu yophando kolu shishino lwama pere yeza nokusekwa kwe Forelle Early Market Access Programme (FEMA), nalapho uDr Ian Crouch waphumelela iwonga le Hortgro Researcher
of..
isiXhosaAfrican Green Pigeon
...
African Green PigeonAfrican Green PigeonIngqabe© Nigel J DennisAfrican Green Pigeon.IgamaIngqabeInkangelekoUmntla wayo ungwevu ukuya kuluhlaza wengca obuthyelirha, amathanga ayo athyeli kunye namabala apepuli phezu kwiphiko...
isiXhosaIzityalo Ezingamayeza Zase Mzantsi Afrika
...I-Cornell University Medical College ifumanise okokuba i-
African Ginger inganceda ukuthintela umhlaza / okanye ukubetheka kwamalungu omzimba, Sutherlandia frutescens (‘Cancer bush’) ne
African Wormwood (Artemisia afra) zaziwa ngokunceda ukulwa nesifo..
isiXhosapage 3 of 12
NextPrevious