uMandela uKhapha Intombi Yakhe uZindzi ngoku Zingca Ngosuku Lomtshato Wayo

© Dr Peter Magubane
uMandela ukhapha intombi yakhe uZindzi nge gugu, emtshatweni wayo eyoyinikela emyenini ngo October 1992.
uZindziswa Mandela ngu sozopolitiko wase Mzantsi Afrika, osebenza njengo mmeli weli kwilizwe lase Denmark, uyintombi ka Nelson Mandela ne nkosikazi yakhe yesibini, uWinnie Mandela. Ngo 1992, uZindzi watshata umyeni wakhe wokuqala uZwelibanzi Hlongwane. uMadiba wamkhapha ukumsa emyenini ngokuzingca.
uZindzi watshata umyeni wakhe wesibini, uMolapo Motlhajwa, ngonyaka ka 2013. Wayelilungu le South African National Defence Force, unabantwana abane (4), uZoleka, Zondwa, Bambatha no Zwelabo, bonke babiza ifani ka Mandela.

“Kufuneka sisebenzise ixesha ngobugcisa kwaye siqaphele ukuba ixesha lihlala lilungele ukuba kwenziwe okulungileyo.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more