uMadiba no Proffesor uHarry Seftel
uMadiba no Professor Harry Seftel eGoli. uSeftel wachitha iminyaka engamashumi emahlanu (50) kwi Candelo lamayeza kwi Yunivesithi yase Witwatersrand ngenjomfundi, uGqirha, utitshala, umphandi, nomabhalane.
uProfessor Harry Seftel wachitha ngapha kweminyaka engamashumi amahlanu kwisebe lamayeza kwi Yunivesithi yase Witwatersrand njengo mfundi, umphilisi, umfundisi ntsapho, umphandi, nono bhala. uMadiba no Professor Seftel babe ngabahlobo ususela kwi Yunivesithi yase Witwatersrand. Loxa eseluvalelweni,uMandela wayethanda ukumamela uhlelo lwakhe lemihla ngemihla kunomathotholo elalithetha ngempilo. Wathabatha ingcebiso yakhe yokwehlisa ityuwa ekutyeni. Kwaba mnandi mhla bedibana kwakhona ngemini akhululwa ngayo uMadiba.
“Uzakuphumelela okuninzi kulo mhlaba ngezenzo zenceba ngaphezu kwe zenzo zoku ziphindezela.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more