uNelson Mandela no Allan Boesak kwi Rali ye Nkululeko ye ANC
uNelson Mandela no Allan Boesak kwi Rali ye Nkululeko ye ANC
uAllan Boesak wayengumfundisi, wafunda kwizikolo ezininzi kwihlabathi jikelele, ze wafumana isidanga se PhD kwi Ethics. Ngonyaka ka 1982, uBoesak wenza isicelo kwi World Alliance of Reformed Churches (WARC) okokuba ingcinezelo ibonwe njengento esisono. Umbutho wesamkelo isicelo sakhe ze bamenza usihlalo walombutho unamalungu angapha kwezigidi ezingamashumi amahlanu (50 million). Wabaluncedo ekusekeni i-United Demcratic Front (UDF) ngo 1983. Elisebe lombutho yabangumbutho olwa nocalucalulo eMzantsi Afrika.
Kumfanekiso ngu Nelson Mandela, no Dr Allan Boesak kwi rali ye ANC yenkululeko. uMongameli uNelson Mandela wacela ukuba lingqina lokuziphatha kuka Allan Boesak ngexesha wayejongene nezityholo zorhwaphilizo ngo 1997.
“Xa abantu bezimisele bangoyisa nantoni na.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more