
Mandela uBulisa Abalandeli
uNelson Mandela ubulisa abaxhasi bakhe
uMandela, ebonakala ezimisele uphuma kwisithuthi, uhlikela kwinginginya yabalandeli. Uphakamisele inqindi phezulu- iNdlela yokubulisa ngokuchasene nengcinezelo. Ukuphakamisa inqindi kwaku khatshwa yintetha ethi ‘Amandla’ ngolwini lesi Nguni (Isixhosa) ‘Amandla’ usetyenziswa njenge siko lentetha apho abanye baphendula bathi ‘Ngawethu’ (Ebantwini). Lentetha ithi Amandla Ngawethu; Matla kea Rona yayibonakalisa isidingo samandla kwezo politiko nokokuba anikezwe abantu base Mzantsi Afrika.
“Usenoku phumelela ekucothiseni, kodwa asoze ekunqandeni utshintsho lo Mzantsi Afrika uye ekuzi khetheleni.” ~ Nelson Mandela

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
more
uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
more
uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
more
uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more