uMandela no Mongameli u- FW de Klerk kwi Convention for Democratic South Africa (CODESA)
uMandela no Mongameli FW de Klerk kwi nkomfa ye Democratic South Africa (CODESA). uthetha thethwano phakathi kwemibutho lwabanjelwa kwi World Trade Centre eKempton Park.
Kumfanekiso zintetha ezazibanjwe phakathi kwe mibutho ye World Trade Centre eKempton Park, eRhawutini, kuzama ukuphelisa ingcinezelo. Kule Nkomfa ye Democratic South Africa (CODESA) kuhleliwe eThekwini ngo 1991, imibutho engapha kwamashumi alithoba zadibana ukuthetha ngokutshintsha kwenkokheli zopolitiko eMzantsi Afrika. Ugwayimbo malunga ne Value Added Tax, nemfazo edibene nezo politiko emveni kokutyikitywa kwesivumelwano soxolo kwadala okokuba kwande ukunga visisani eMzantsi. Emveni kwako konke oku, umbutho ka-FW de Klerk iNational Party nombutho we ANC badibana babamba iintetha emfihlakalweni ezathi zavula indlela yothetha thethwano kwemibutho ngo December ka 1991.
“Xa kukho umonakalo omkhulu owenziwe kuthi, asoze siphile de sibe siyaxolela.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more