uMgqatswa wobu Mongameli we ANC uNelson Mandela, ephakamisele Inqindi Phezulu eBulisa

© Dr Peter Magubane
Umgqatswa wokuba ngu Mongameli we ANC uNelson Mandela ephakamisele inqindi phezulu, kwimoto evulekileyo kwi rali yonyulo lo mongameli eZion Christian Church.
Engqungwe ngonogada, uNelson Mandela wandwendwela kwindibano zabakhonzi be Zion Christian Church (ZCC) ngase Pieterburg ePolokwane ngexesha lomkhankaso wakhe ekuqalekeni konyaka ka 1990. Rhoqo ngonyaka ngexesha le pasika nango September izigidi zabamalungu ase ZCC andwendwela kundlu nkulu e Zion City Moria ngase Polokwane, kwiphondo lase Limpopo. Icawe ixuba ubu krestu nee nkolo zesintu, kwaye ishumayela umyalezo woxolo.
Kumfanekiso uMandela unikeza umbuliso wokuphakamisa inqindi ephezulu, ngokuchasene norhulumente wengcinezelo. Lombuliso ukhatshwa ngalamazwi‘ Amandla’ elandelwa yimpendulo ethi ‘Ngawethu’.

“Ukuba ufuna intsebenziswano yabantu abakungqongileyo, kufuneka ubenze bazive bebalulekile, kwaye ukwenze oko ngokuzithoba nokunyaniseka.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more