uNelson Mandela uyaphinda uNdwendwela eRobben Island

© Dr Peter Magubane
Ngonyaka ka 1994, uNelson Mandela, waphinda wandwendwela eRobben Island apho wayechithe khona iminyaka engamashumi amabini.
Loxa uMandela wayevalelwe kwisiqithi, wayesetyenziswa nzima- egrumba amatye ekwarini eqokelela nokhula lase lwandle. Okukusetyenziswa nzima kwamshiya neengxaki zamehlo zana phakade, nengxaki yedolo. Elinye kumabanjwa ayi1400 eRobben Island. uNelson Mandela wanyamalala emehlweni wabantu nakwezopolitiko loxa waye seluvalelweni. Kodwa ke wabayinkokheli kwezo politiko zamabanjwa eRobben Island. Amalungu eAfrican National Congress (ANC) ne Pan African Congress (PAC) ne African Resistance Movement kunye nabanye bamhlonipha balamkela igunya lakhe. Ngo 1994, uMandela waphinda wandwendwela eRobben Island eyindoda ekhululekileyo.

“Ukwenza ngaphandle kwemibono kukuchitha nje ixesha, imibono ngaphandle kwezenzo kukuphupha emini kodwa imibono ehambisana nezenzo ingatshintsha ihlabathi." ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more