uBrenda Fassie Wonga uMandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela
uBranda Fassie, wayesaziwa njengo Ma Brr, wayesaziwa ngohlobo lomculo wakhe ohlukileyo, wayekwazi ukujika nantoni na ibeyingoma. Wayesaziwa ngokwenza abezo politiko” badaniswe ngoku ngakhathali” kuquka no Mandela kwenye yendibano zakhe.
uMandela wayesaziwa ngokuthanda umculo, kwaye waye fotwa edanisa kwindibano kwilizwe jikelele. Waye wathi “umculo nokudanisa undenza ndizive ndino xolo nehlabathi..ndinoxolo nesiqu sam.”
“Ukuba bangafunda ukuzonda, bangafundiswa ukuthanda.” ~ Nelson Mandela
uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more