uMadiba ufumana Isidanga seWonga Sobudokotela eWits

© Dr Peter Magubane
uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini
Ngonyaka ka 1991, uNelson Mandela wafumana isidanga se wonga sobudokotela kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eGoli ngenxa yokuzinikela kwakhe kwilizwe nokubonisa ubunkokheli obumangalisayo obungazange babonwa eMzantsi Afrika.
uMadiba waye ngummangaliso, kwaye usenguye umkhuthazi kuluntu kumhlaba jikelele nelifa lakhe le themba, ukunyamezela, nokulwela inkululeko kwa kuthaza iYunivesithi okokuba imwonge ngale mbasa. uMandela wafumana iimbasa ezininzi ne degree. Kuquka iwonga lobu Dokotela kwezomthetho kwi Yunivesithi yase Lesotho, iLenin Peace Prize, yonyaka ka 1990, iwonga lobu Dokotela kwi Yunivesithi yase Stellenbosch kunye ne Nobel Peace Prize ngonyaka ka 1993.

"Ingqondo elungileyo kunye nentliziyo elungileyo zihlala zingumxube onzima. Kodwa ukuba wongeza koko ulwimi kunye nosiba, unento ekhetheke ngeyona ndlela." ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more