
Ukulinywa Kwe Litshi eMzantsi Afrika
© HL Halls and Sons Group
Nangona imveliso incinci xa ithelekilswa kuninzi oluveliswa lilizwe lase China, imveliso yeLitshi yeli lo Mzantsi Afrika incedisa kwintengiso yase Southern Hemisphere (kumazantsi) yeziqhamo kwintengiso yasebusika kwelase Europe.
Uninzi lwe litshi liveliswa kwindawo ezishushu zakwi phondo laseMpumalanga nase Limpopo apho eziziqhamo zivunwa ngenyanga ka Okthobha ukuya ekupheleni kuka Februwari.
Eli candela linikeza ingcazelo ephangaleleyo ngokulima ilitshi eMzantsi Afrika kwaye lithemba ukongeza ulwazi nokonwatyelwa kwesisiqhamo sase hlotyeni.
Translated by Zikhona Plaatjie

Ii-litshi zikwaziwa njenge litshisi (Litchi chinensis Sonn). Ziziqhamo ezithanda iindawo ezifumileyo intsusa yazo ise China....
more
Ilitshi azizizo iziqhamo zeli lo Mzantsi Afrika; izilimo ze litshi zafunyanwa kwi ndawo yase Florida, kwelase United States of America eziny...
more
Ilitshi zizi qhamo ezithanda indawo eshushu ezisuka eChina kwaye kudala zalinywa khona iinkulungwane....
more
Isiqhamo iLitshi okanye ‘lychee’ kuba sibizwa (iLitshi chinensis) sesemimandla enobushushu yase Mzantsi-Mpuma wase China kwaye yalinywa ...
more
Indlela zolawulo ekulinyweni kwe litshi zixhomekeke kwindlela yolawulo, ukuqiniseka ekulimeni, kunye nakwisilimo....
more