
Ufuyo Lweenyosi eMzantsi Afrika
Eyona nto ibalulekileyo ezakudingwa ngabagcini nyosi base Mzantsi Afrika lulwazi. Uzakudinga ukwazi indlela ethile yokuphatha iinyosi, ubume betsili, imisebenzi yeenyosi, umzimba wenyosi, ukutya ezikuthandayo kunye nendlela ezitya ngayo. Kufuneka wazi nezifo kunye nezilwanyana ezinokuhlasela iinyosi zakho. Abagcini-nyosi abasakhasayo bazakudinga ibubu lenyosi (okanye ikoloni yeenyosi), iindawo yokugcina iinyosi/itsili kunye nendawo yokubeka elitsili.
Lendawo ke kufuneka ibekufutshane nendawo enokutya kweenyosi. Ukutya okwaneleyo kunye namanzi kuzakuvelisa ubusi obuninzi obusemgangathweni. Impahla ekhuselekileyo kunye nezixhobo ezimbalwa zokusebenza ngeenyosi nazo zizakudingeka.

I-Apitherapy kukusetyenziswa kwemveliso ezenziwe ngobusi-benyosi ukuthintela nokunyanga izifo. Ngokwe American Apitherapy Society, ezi mveli...
more
Amafama asakhasayo adinga itsilixa eqala ishishini lokugcina iinyosi. Itsilikulapho iinyosi zizakuhlala khona, zikhulise amantshontsho eenyo...
more
Iprofayili yabafuyi beenyosi eMzantsi Afrika ayohlukanga kakhulu kunamanye amazwe. Isiqingatha esingange pesenti yesihlanu sabafuyi beenyosi...
more
Iinyosi ‘zidume’ ngobusi bazo (kunye nezinye izinto) ezizivelisayo, kodwa kuya kukhula nolwazi ngomsebenzi obalulekileyo owenziwa ziinyo...
more
Ngaphandle kokubhalisa amatsili abo, kukho iimfuneko ezithile ekufuneka abagcini-nyosi bahambisane nazo ukuze bakwazi ukunikeza ngeenkonzo z...
more
Iinyosi zobusi zizinambuzane ezihlala ngokwamaqela/iikoloni ezininzi.Ikoloni nganye ibane mazi ekwaziyo ukuzala (ikumkanikazi) kunye namawak...
more
Eyona ngxaki inkulu e- Mzantsi Afrika ekhokhelela kwesisithuba kukunqongophala kwezinto zokuvelisa incindi. E Mzantsi Afrika, ngu – 15% ku...
more
iPollen ngumgubo oveliswa zintyatyambo ezivelisa imbewu. Inamagaqa amancinci we pollen kwaye anenzala yezityalo (male gametes)....
more
Ukugcina iinyosi kunga mnandi kakhulu kwaye ibeyindlela yokuzonwabisa ngaphandle, kodwa oku kungakhula ibengumsebenzi opheleleyo weshishini ...
more
Ukuba nolwazi mayelana nezonakalisi kunye nezifo zeenyosi kubalulekile, ukuqinisekisa ukuba ibubu lakho lisempilweni kunye nayo yonke imveli...
more
Inyosi zobusi zidinga ukutya ukuze ziphile kwaye zizale. Ziidinga nee carbohydrate (iswekile efumaneka kwincindi okanye ubusi), amino asidi ...
more
Izinto zokusasaza imbewu yezityalo, ngokwesiqhelo, zizisa inzuzo eyahluka-hlukeneyo ebantwini. Impilo yethu ixhomekeke kakhulu kwiintlobo-nt...
more
Ngaphandle kokuba nesondlo nokunikeza Amandla, ubusi baziwa kwakudala okuba bulwa neentsholongwane kunye neentsholongwane ezosulelayo....
more
Iinyosi zobusi zidinga amanzi ngenjongo ezimbini eziphambili. Oko kuqala, amanzi asetyenziswa ukungxenga ubusi obu crystallised ukuze bugale...
more
Unintsi lwabagcini nyosi abasakhasayo lubukeka iividiyo eziku YouTube. Unintsi lwezi video lufotelwe eMelika kunye nase Europe. Iinyosi zase...
more