Serrated Hinged Terrapin
Ufudo

© Nigel Dennis

Igama

Ufudo, Serrated Hinged Terrapin (Pelusios sinuatus)

Iimpawu ezibalulekileyo

Udidi - Isilwanyana esirhubuluzayo
I-oda - Tsetudines
Usapho - Pelomedusidae
Ubude_imazi - 300 - 400 mm
Ubude_inkunzi - 300 - 400 mm

Inkcazelo

Ufudo sisilwanyana esikhulu kunamanye amafudo. Umphezulu weqokobhe uneyunifomu emnyama. Isikhuseli sona sityheli, siphinde sibe mnyama, sibene phethini emboxo. Isikhumba esisemqaleni nase zinyaweni zibumbatsha zinombala omnquma-bungwevu.

Ulwabelwano

Ufudo lufumaneka kwiindawo ezinamanzi pha eMpuma Afrika, kumlambo wase Zambezi ukuya kwi Victoria Falls nasezantsi eZululand.

Ukuzala

Imazi ibeka amaqanda ayi 7-25 ukuya kwi 500m ecaleni kwamanzi kweye Dwarha neyoMqungu. Endle, amaqabane abonakala kweyoKwindla neka-Tshazimpunzi.

Iimpawu zasendle

Ufudo likhupha ivumba elimbi kakhulu xa lithe lasongelwa.