
Imbali Yamaphawu Esizwe oMzantsi Afrika Omtsha
Emva konyulo lokuqala lika wonke wonke ngomnyaka ka 1994, iKomishini Yamaphawu Esizwe-National Symbols Commission yathatha uxanduva lokubuza abemi boMzantsi Afrika ukuba kufuneka abenjani amaphawu omanyano lwesizwe.
Bonke abantu boMzantsi Afrika ngokwahlukana kwabo babanelizwi kwinto ezakuba lilizwi labo legugu, ububona kunye nento ezakwahlukanisa ilizwe labo kwamanye amazwe.
Translated by
Zizipho Silwana
Iflegi yesizwe, neyaqala ukusetyenziswa ngomhla wama 27 Apreli 1994, yenziwa ngu Mnu. Fred Brownell, owayesakuba si State Herald soMzantsi A...
more
Abemi boMzantsi Afrika baye babandakanyeka kwiingxoxo zoluntu ukuze bagqibezele ukwenziwa kwamaphawu amatsha esizwe....
more
Kwi Heraldry Act No. 18 of 1962 yoMzantsi Afrika, iCoat of Arms ichazwa njengayo nayiphi na into okanye umfanekiso oluphawu olumele into eth...
more
Ngokwesithethe iCoat of Arms yayisetyenziswa njengesivalo ukuqinisekisa ukuba imiyalezo ebhaliweyo ayitshintshwa okanye ifundwe, kwaye yayis...
more
Amabhadi zizilwanyana ezihlala ngokwemihlambi efuduka ngamaqela amancinane ngexesha lasebusika, ze ahambe ngemihlambi emikhulu ngeenyanga za...
more
Ngomhla wama 20 Apreli 1994, uMongameli we lizwe (ngeloxesha), uFW De Klerk, wabhengeza ukuba uMzantsi Afrika uzakuba nemihobe yesizwe emibi...
more
iCoat of Arms entsha yase Mzantsi Afrika yenziwe ngezinto ezimbini, ezibiza nge ovali esisiseko se esingaphantsi kunye ne ovali engentla....
more
Ukuba uMzantsi Afrika ibingumntu, iCoat of Arms ibizakuba ngumtyikityo. iCoat of Arms ibonakalisa isitampu esisesikweni okanye...
more