did you mean? cultural aspects of african culture

295 results found


clear language Filter

page 12 of 12

Imveliso ye Hemp

...Ekulimeni i-HempKwelo Mzantsi Afrika, ukulinywa kwe hemp kuse phantsi komya okanye intsangu ngokomthetho yiyo lonto isaziwa njengokuba iyalawuleka - ayina mehluko kwi ntsangu, utsho uGill Staniland ongumseki we Cannabis Industry Development Cooperative of..
isiXhosa

Yintoni Ukunkcenkceshela Izityalo Ngebhotile

...Nciphisa i-pH nge ‘apple cider vinegar’ okanye uyinyuse nge bicarbonate of soda. Ixesha elilungileyo lokufafaza kuphakathi ko 06:00-08:00 kusasa okanye 18:00-20:00 ebusuku xa ukufuma/moya uphezulu...
isiXhosa

Izifo kwi Ngqolowa Ezincinci

...Yaziwa njenge sifo ekuye kudingeke okokuba singadibani noluntu, lilonke xa kuthe kwakrokrelwa uqhambuko kufuneka oko kuchazwe kwi Sebe lezo Limo (Department of Agriculture)...
isiXhosa

Uhlanga LwaBasotho Base Mzantsi Afrika

...Kwakhiwa ubuhlobo obutsha beze politiki kwaye kwaxhaphaka nokubelwana kweemfuyo phakathi kwamaBhulu kunye namaBhulu.A Sense of NationuMoshoeshoe wacela uncedo lwe ‘kumkanikazi emhlophe yamaNgesi’, uKumkanikazi Victoria, ukuze amnike ukhuseleko..
isiXhosa

Indlela Yokufuya i-Avocado

...Ikhansila ebizwa nge Agricultural Research Council (ARC) icebisa ukusetyenziswa kwee koloni ezimbini okanye ezine zee nyosi kwi hekthare ngante ukuze iziqhamo ze avocado zikhule ngendlela.Izonakalisi Kunye neZifo zeeAvocado ©Photo courtesy of the..
isiXhosa

Izinto Ezinomtsalane Kutyelelo Lwase Robben Island

...Izindlu zezinja ecaleni kwalendlu zongezwa ngomyaka ka 1976, emva kwentshukumo zase Soweto, ngethuba izinja ezikhohlakeleyo zaziswa ukuzokuthomalalisa amabanjwa afikayo ayedlokova.Ibhasi iyaqhubeka iye kwicawe ebizwa nge Church of the Good Shepherd...
isiXhosa

Imveliso ye Apricot

...yamaxabiso onyukayo kunye nokunga khuli kwesidingo sentengiso.I-Apricots eMzantsi AfrikaImithi yokuqala ye apricot yafika kwilizwe lase Mzantsi Afrika ngenkulungwane ye 17th century, ngokwe nkcazelo ye Sebe le Zolimo, Amahlathi kunye nee Ntlanzi (Department of..
isiXhosa

Uphikiswano nge Mvelaphi ye Vredefort Dome

...Kwakhutshwa incwadi ezimbini, Izihloko zazo zazisithi ‘Between the Planets’ kunye ne ‘The Face of the Moon’. Zombini ezincwadi zadumisa imbono yokuba ilunar craters zazidalwe luntlitheko lwe meteors...
isiXhosa

Umgangatho woBusi kunye Neemveliso

...ngeminyaka yo 1850 umshumayeli wase Melika uLorenzo Langstroth waseka ikhakha leenyosi lokuqala elikwaziyo ukususwa, kwaye oku kusasetyenziswa nakule mihla.Amanqanaba ObusiImithetho elawulayo u, i-Agricultural Product Standard Act, 1990 (Act No.119 of..
isiXhosa

Iinyosi kunye neeMfuneko zePollination kwiZityalo

...Iinyosi kunye neeMfuneko zePollination kwiZityaloIinyosi kunye neeMfuneko zePollination kwiZityalo©Luc ViatourA bee pollinating the blossoms of a fruit tree.Ngaphandle kokubhalisa amatsili abo, kukho iimfuneko ezithile ekufuneka abagcini-nyosi bahambisane..
isiXhosa

Uqala Njani Ukulima Izivuno

...Ixabiso le Zivuno Ingxelo ebhaliweyo ethi ‘outlook of agricultural production, consumption, prices and trade in South Africa for 2018 to 2027’ enikezwe yi Bureau for Food and Agricultural Policy (BFAP) iqikelele izivuno ezizayo kweli lo Mzantsi..
isiXhosa

Imveliso ye Pomegranates eMzantsi Afrika

...Imveliso yentengiso ifuna iindlela ezikhethekile zolimo kwaye yenziwa ngabavelisi beziqhamo abanamava.I-Pomegranate Producers Association of South Africa (POMASA) isekwe ngo 2009 kwaye idibanisa ulwazi phakathi kwabakhulisi be pomegranate, abenzi, abathengisi..
isiXhosa

Ukulinganisa Njani Ukukhula Kwintlanzi

...Ukuphazamiseka okwenziwa luluntu okanye izilwanyana zingalwenza uxinzeleleko oko kukhokhele ekukhuleni okuchothayo, uyacacisa uHenk Stander oyinqununu yomphathi kwicandelo le Aquaculture: Department of Animal Sciences, Stellenbosch University.Ukukhula..
isiXhosa

Amagqabi eBlack Nightshade Asetyenziswa Ukwenza iJam

...Isebe lezo Limo, Amahlathi neeNtlanzi (Department of Agriculture, Forestry and Fisheries) licebisa oku kulandelayo: xa usebenzisa umgquba wee nkukhu okanye iihagu sebenzisa ilitha ezilishumi zepheyile kwindawo engama 20 cm ububanzi ubude obungu 5m.Lomlinganiselo..
isiXhosa

Ukuqala kwe Miqolomba Yase Sterkfontein

...Yayingaphantsi kwe fama ebizwa nge Swartkrans ngase mlanjeni we Bloukrans kwi Cradle of Humankind. Ngelo xesha, kwakungeka bikho nto inika umdla kulo mmandla ngaphandle kwama fama angathangani kunye nemfuyo yawo engathangani...
isiXhosa

Izifo Eziqhelekileyo Kwimfuyo ye Ntlanzi ezise Manzini

...Oku hlaza kunga ngcolisa umzimba wentlanzi oko kuphazamise umgangatho wenyama.I-Cottton Wool Disease©Dr George Barron, University of Guelph Isifo iCotton wool sensziwa yi Saprolegnia efana nokungunda, ehlala ikhona emanzini...
isiXhosa

Ucoceko Olulungileyo Kulawulo Lweezifo Zenkukhu

...Ngokweqela lombutho i-Food and Agriculture lase United States kwingxelo yabo ethi Cleaning & Disinfection of Poultry Farm by Yoni Segal, owona mgubo wesephu oqhelekileyo wokuhlamba iimpahla, uyafikeleleka kwaye uneziphumo ezintle...
isiXhosa

Ukuvuna Nokulungisa iPomegranate

...‘Iswekile yenza ipomegranate ingaqini’, utsho uJorrie Mulder, ongumcebisi we Pomegranate Producers Association of South Africa (POMASA).I-Pomegranate azidibani nokuphulukana nokufuma, kwaye ukuthoba ukungcangcezela nokutshona kombala...
isiXhosa

Ukudaleka koMhlaba wo Mzantsi Afrika

...Ifossil ezidumileyo ezafunyanwa e Craddle of Humankind, Sterkfontein, Makapansgat kunye nase Taung zonke zaphuma kule layer ye limestone...
isiXhosa

Ukukhula kwe Komkhulu Lase Mapungubwe

...Gama elo libhekisele ‘kumatye okanye izindlu ezihloniphekileyo’.Indawo Elungele Ikomkhulu©Photo courtesy of Mapungubwe Museum, Pretoria UniversityNoba babeyibiza ngantoni na, lenduli yindawo eyayikulungele ukuba likomkhulu...
isiXhosa

page 12 of 12

Previous