uNelson Mandela uYathetha Emveni Koku Vota

© Dr Peter Magubane
uNelson Mandela emveni kokuvata kunyulo lokuqala kuMzantsi Afrika okhululekileyo ngonyaka ka 1994 eThekwini.
uNelson Mandela wabhiyozela ukuphela kwengcinezelo, nokuqala kwe nkululeko kumntu wonke, kwintlanga zonke ngobeka ivoti yakhe eMzantsi Afrika. Kuvoto olukhululekileyo kumntu wonke. Imibutho yezo politiko elishumi eline thoba zathatha inxaxheba, abantu abazizigidigidi ezimashumi amabini nesibini (22 million) bavota. Kumfanekiso ngu Mandela uthetha nabeze ndaba emveni kokubeka ivoti yakhe.
umthetho wovoto osetyenziswa eMzantsi Afrika, uyafana namanye amazwe afana ne United Kingdom. uMzantsi Afrika uhlulwe ngendawo zoku vota ezaziwa ngokokuba zi’constituencies’ Mbutho ngamnye unyula umtyunjwa ozakuyimela lombutho. Abantu balondawo bavotela lowo bamkhethayo. Umgqatswa ophumeleleyo uya epalamente njengomntu omele londawo. Abavoti babhaliswa ngokwe ndawo zoku vota kwaye kufuneka ubani abengapha kweminyaka elishumi nesibhozo (18).

“Ayikho into eyinkululeko engaphelelanga.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more