‘uMandela Maka Bengu Mongameli’ Yayibhaliwe Imibhalo Kumkhankaso we ANC Wonyulo

© Dr Peter Magubane
‘uMandela maka bengu Mongameli’ imibhalo yayisitsho nenginginya yabantu eyayisemdleni kumkhankaso wonyulo, kwi rali yombutho we ANC yabagqatswa kwibala lebhola lase FNB cebukuhle eSoweto.
Ngo 1994, uMzantsi Afrika wawulungiselela uvoto lwabantu bonke, nentlanga zonke. Ngomfutho wokuba imibutho yezopolitiko kususwe isibheno, ukukhululwa kweqhawe lezo politiko uNelson Mandela, nentetha phakathi korhulumente wengcinezelo ne African National Congress (ANC) zazi bonakala. Amalungiselelo wonyulo ayequka irali, nemikhankaso.i-ANC yaphumelela unyulo uNelson Mandela wanyulwa njengo Mongameli wokuqala omnyama eMzantsi Afrika. Wawuzisa uMzantsi Afrika kwinkululeko, wanikeza uluntu ithemba lempumelelo.

“Akukho mntu uyedwa unoku khulula ilizwe. Ungazama ukukhulul ilizwe kuphela ukuba nisebenzisana niyimbumba.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more