Uvoto lokuqala luka Madiba eMveni Kwe Nkululeko

©Dr Peter Magubane
uMandela uyavota kuvoto lokuqala olungena mkhethe eMzantsi Afrika, ngomhla we 27 April ngonyaka ka 1994 eInanda kwa Zulu Natal.
Xa uNelson Mandela wanyulwa njengo Mongameli wokuqala eMzantsi Afrika ngo 1994, ilizwe lavuya kakhulu. uMzantsi Afrika wangena ke nkululeko, nempumelelo phantsi koku khokhelwa yi African National Congress (ANC). i- ANC yakhankasa ikhankasela inkululeko, namalungelo alinganayo kumntu wonke, uMadiba waye wukho khele lomkhankaso.
Kulo mfanekiso, uNelson Mandela uyavota okokuqala eMzantsi Afrika, kunyulo lokuqala. unyulo lwabanjwa ngomhla we 27 April, ngo 1994. uNelson Mandela wavota e-Inanda, Kwazulu Natal. Olunyulo luquka wonke ubani wonke, yabangu mzuzu owatshintsha imbali yase Mzantsi Afrika.

“Eyona nto iluncuthu ngokuphila ayikokungawi, kodwa kukuphakama ngalo lonke ixesha sisiwa.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more