uNelson Mandela no Cyril Ramaphosa kwi Ngqungquthela yo Xolo
Inkokheli ze ANC uNelson Mandela no Cyril Ramaphosa bame ngase motweni
uNelson Mandela yabanguye oqhuba uMzantsi Afrika wawususa ngoxolo kwingcinezelo wawusa kwi Nkululeko ngexesha lakhe lokuba ngu Mongameli. Njenge nkokheli ye African National Congress (ANC) wayenoxanduva lokuqinisekisa okokuba ucalucalulo ngobuhlanga alwenzi umlo bakathi kwabamhlophe nabamnyama, Yena nezinye iinkokheli zeli lomzantsi waqinisekisa okokuba intetha zoxolo phakathi kwe ANC ne National Party Ziyaqhubeka. Kumfanekiso ngu Mandela no Cyril Ramaphosa bephuma kumsitho woxolo owawujongene nokuvuselela iingxoxo zoxolo, noxa udlame lwalu lunzini eMzantsi Afrika ngeloxesha.
Kulominyaka, uCyril Ramaphosa esemncinci wayenobudlelwane no Mandela kwaye waye ngumhlonitshwa kumbutho we ANC ukusukela ngoko. Waqala njengalowo waye lwela amalungelo abasebenzi, exesheni wangu somashishini onobutyebi, zeke wangu Mongameli wase Mzantsi Afrika ngo February ka 2018.
"Xa amanzi sele ebile bubuyatha ukucima umlilo.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more