
uMadiba nabantu asebenza nabo eKhayeni lakhe
uNelson Mandela, Walter Sisulu. Zenani Mandela nomnye e8115, eOrlando West.
Kubomi buka Mandela bonke, wadibana kwaye wenze ubudlelwane nabaninzi kwezo politiko, asebenza nabo, oWalter Sisulu, Moses Mayekiso.uSisulu no Mandela badibana eGoli, apho uSisulu wayesebenza njengomntu othengisa izindlu ze wali lungu le African National Congress (ANC) ne yunyoni i(Cosatu) kumfanekiso apha ukususela (ekhohlo) uMoses Mayekiso, Nelson Mandela, Walter Sisulu, nentombi yakhe uZenani Mandela, kwi khaya lakhe eOrlando West, eSoweto esando kuphuma entolongweni ngo 1990.
“Ndichithe ubomi bam bonke ndiphupha ngethuba elimyoli apho zonke iingxaki zizaku sonjululwa kwaye neyona minqweno yethu mikhulu ifezekiseka.” ~ Nelson Mandela

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
more
uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
more
uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more
uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more