uMandela uDibana no Kissinger no Lord Carrington

© Dr Peter Magubane
uHerry Kissinger, Nelson Mandela kunye no Lord Carrington. uMandela kwabeze ndaba :
Emveni kokuphuma entolongweni, uNelson Mandela wadibana namalungu abalulekileyo ekuhlaleni ukuze kulungiswe ezo politiko nezo rhwebo kufumaneke nomhlehla ndlela. uMandela wadibana nabameli nabezo politiko kwilizwe lonke ukuthetha ngezo politiko zelizwe. Aba bezopolitiko yayi ngu Lord Carrington, usezo politiko wase Britani uWinston Churchill,ne khabinethi yakhe kunye no Henry Kissinger. uNobhala worhulumente wase Melika odumileyo. Baye bavana kwaye banobudlelwane ngexesha lika Mandela lobu Mongameli. Abendaba babe thatha imifanekiso yalo mihlangano, uMandela wathi kwabeze ndaba: “ umhla wonyulo asizothetha ngawo.” Okuthetha okokuba umhlangano phakathi kwabezo politiko wawungekho ngosuku lonyulo luka 1994.

“Umthetho wam ndihlala ndine themba. Ukuba oko yindalo okanye kukuzilolonga, andinakutsho.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more