uMadiba uCinga uMbuzo ku Dliwano Ndlebe

© Dr Peter Magubane
uMandela uyacinga, emveni kokubuzwa umbuzo kudliwano ndlebe
uMadiba wayethandwa kwaye ehloniphiwe eMzantsi Afrika, wayethandwa kumazwe jikelele, enconywa ngabaninzi ngokuthi akwazi ukuphelisa ingcinezelo kwilizwe elaliku fuphi kumlo phakathi kwabamhlophe nabamnyama. Wayehloniphekile, enembeko, indoda eyakwazi ukukhupha uMzantsi Afrika kwingcinezelo wawusa kwinkululeko emveni koku phuma entolongweni, uMadiba wenza udliwano ndlebe kaninzi apho amazwi akhe wayewabala, wathobeka lwade lwaphela udliwano ndlebe. Wathi xa ungumntu ohloniphekileyo, kungcono uhlale phantsi uthethe nabantu kwaye ubabonise ukulunga nokubakuleka loko ukulwelayo.
Nangona uMandela wayene ntliziyo entle, indoda ecoliweyo, inkokheli engoyikiyo, wangenisa uMzantsi Afrika kwi nkululeko, ithemba ne mpumelelo. Enye yentetha zakhe edumileyo ithi “ ukuba uthetha nomntu ngolwimi aluvayo, lontetha iya entloko. Kodwa xa uthetha ngolwimi lakhe, lontetha iya entliziyweni yakhe.”

“Ukufa komntu, nokuba ebendawoni na ebomini, kuhlala kulusizi kwaye kuyinto ebuhlungu.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more