uMadiba uBulisa Abantwana eBoipatong

© Dr Peter Magubane
uMadiba ubulisa abantwana eBoipatong
Loxa waye gaya uvoto uMandela, wayethanda ukuthetha nabantwana. Wayekholelwa okokuba ulutsha likamva leli lizwe wanceda ulutsha oluninzi eMzantsi Afrika elubonisa ukubaluleka ko xolo, ukunyamezela, nokulingana kumntu wonke. Waseka imibutho enceda abantwana abanesifo sika gawulayo, kwaye wayebano mdla ebantwaneni xa ebabona kwi rali, njengoko waye konwabela ukuthetha no lutsha kwindibano. Waye hlonitshiwe, kwaye ekhuthaza kubantu bonke kweli, omncinci nomdala. Nokuba wayetyikitya igama lakhe okanye encuma, wenza igalelo elikhulu kulutsha lwase Mzantsi.
iBoipatong yayi yindawo yokuhlala enamatyotyombe, cebu kuhle eVereniging eRhawutini. Yindawo ekwabulawa kuyo abantu abangamashumi amane anesihlanu ngonyaka ka 1992. Kwacetyiswa okokuba amapolisa norhulumente we National Party babebandakanywa kwingxoxo kwimihlangano ye CODESA.

“Akukho namnye ozelwe ecaphukela omnye umntu ngenxa yebala lakhe, okanye imvela phi yakhe, okanye inkolo yakhe.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more