uWinnie no Nelson, no mzukulwana uBambatha kunye no Zindzi Mandela

© Dr Peter Magubane
uWinnie Mandela, Nelson Mandela no Mzukulwana wabo uBambatha, kunye No Zindzi Mandela
Loxa uMadiba esentolongweni, intombi yakhe uZindzi Mandela wazala umntwana oyinkwenkwe owathiywa igama lokuba ngu Bambatha. Kumfanekiso ngu Madiba nenkosikazi yakhe uWinnie, intombi yabo uZindzi nomzukulwana uBambatha. Lo mfanekiso ubonakalisa icala lika Mandela eyekelele, kwaye linikeza uluntu ulwazi ngobomi bakhe.
uMandela waye nosapho olongezekileyo oluninzi – Abantwana abathandathu, abazukulu abalishumi nesixhenxe – nabazukulu besizukulu abalishumi eline thoba. Waye luthanda usapho lwakhe, ingakumbi abazukulu bakhe wayebonwabisa ngohleka noku qhula. Abanye babo ke ngelishwa sele basweleka, kodwa amanye amalungu banegalelo kwilifa lika Mandela.

“Andizange ndawa khathelela gqithi ama wonga. Umntu akalweli nkululeko ngethemba loku phumelela amawonga.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more