
uDesmond Tutu
Archbishop Desmond Tutu in his Cape Town office 13/11/2001.
Ungomnye wawona maqhawe athandwayo eMzantsi Afrika, uDesmond Tutu waziwa kakhulu ngokulwela amalungelo abantu. Ukwaziwa nangokuphumelela imbasa ye Nobel Prize ngomnyaka ka 1984. Waduma kakhulu njenge bishop yecawe yama Anglican kwiminyaka yoo 1970 kunye neyoo 1980, ngethuba wayechasene ngeliphandle nohrulumente wocalucalulo.
Ethubeni waye wabayi Archbishop yase Kapa, wabangumntu wokuqala ontsundu wase Afrika ukonyulelwa kwesi sikhundla. Waqamba isici esithi “rainbow nation”, lo ka Tutu ume ngxi ekuzinikezeleni kwimibono yokuphilisana ngoxolo nangokuquka wonke umntu. Konke oku kuyabonakala kumsebenzi wakhe wezakwalizwi kunye noweze politiki.
Umdla wakhe eluntwini kunye nokulangazelela ihlabathi elinoxolo, kukhokelele ekubeni azibandakanye kwimiba echaphazela amalungelo abantu; hayi eMzantsi Afrika nje kuphela, kodwa kwihlabathi lonke liphela.
Translated by
Zizipho Silwana
Nasemveni kokuba umthetho wezo calu-calulo sele uphelisiwe, uArchbishop Desmond Tutu wayesazi ukuba umsebenzi wakhe usekude ekubeni awugqibe...
more
Ngomnyaka ka 1990 uFW de Klerk wabhengeza ukuba imibutho yezepolitiki ivumelekile ukuba iqhubeke ngokusemthethweni aze namabanjwa eze politi...
more
Ngethuba u Desmond Tutu eqala izifundo zakhe ze Theology/ Ezakwa lizwi, wazibandakanya necawe wabe engafuni kuzibandakanya neze politiki....
more
Ngomnyaka ka 1984 uTutu waphumelela iNobel Prize for Peace, waba ngummi wesibini wase Mzantsi Afrika ukwenza njalo....
more
Ngomhla we 7 October 1931, uDesmond Mpilo Tutu wazalwa ngu Zachariah (itishala) kunye no Aletta (umsebenzi wase khitshini) eKlerksdorp kwiph...
more
uDesmond Tutu uchazwa ngabaninzi njengendoda entsokothileyo nengagqibeki ncam. Indoda elinene, kwaye uyazidla ngokugcina amasiko nezithethe ...
more
uDesmond Tutu wayesoloko efuna ukuba ngu gqirha, kodwa wasokola ukufuman inkxaso mali yokubhatalela izifundo zakhe....
more
Ngomnyaka ka 1980 kwiphulo lam, ezinye iinkokheli ze South African Council of Churches kunye namalungu ambalwa eecawe zaya kubona....
more