Intetha zoXolo Phakathi kuka Madiba ne Inkatha Freedom Party
Inkokheli yombutho we ANC uNelson Mandela udibana ne nkokheli ye Inkatha Freedom Party, iNkosi Mangosuthu Buthelezi, bephelisa ubutshaba egameli lomanyano.
phambi komkhankaso wovoto luka 1994, umbutho I African National Congress (ANC) ne Inkatha Freedom Party (IFP) zazivalelwe kumlo ngenxa yeziduko, njengamalungu ombutho we ANC uninzi yayinga maxhosa, abe IFP ingama Zulu. Ukungaboni ngaso linye kwadala ukubulalana ngegama lezo politiko ze kwazisa iyantlukwano phakathi kwabantu abamnyama. Inkokheli yombutho we ANC uMandela wakhetha okokuba kupheliswe ngoxolo oku ngavisisani wadibana ne nkokheli ye IFP Inkosi Mangosuthu Buthelezi ukuthetha ngo tshintsho olukhulu olwalu linde isizwe sase Mzantsi Afrika.
“Abantu bethu bane lungelo lokuthemba, ilungelo le kamva, kunye nelungelo lobomi uqobo.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more