uNelson Mandela – Umfanekiso

©Dr Peter Magubane
uTata weSizwe
“Makubekho ubulungisa bomntu wonke. Makubekho uxolo lomntu wonke. Makubekho umsebenzi, isonka, amanzi, ne tyuwa yomntu wonke. Makwazeke okokuba umzimba, ingqondo, nomphefumlo zikhululekile ukuze zonele.” Lamazwi obulumko athethwa yinkokheli yethu uMongameli uNelson Mandela. Kumfanekiso okufuphi ka Nelson Mandela, ‘utata wesizwe’ uyajongisisa elungiselela ukufota. uMadiba wayeyindoda enesidima, ethobekileyo owathwala ukusinda kwe nkululeko eMzantsi Afrika emagxeni wakhe. Wayekhuthaza kubo bonke eMzantsi Afrika nehlabathi jikelele.
“Akukho nto ndiyoyika ngaphezu kokuvuka ndingena nkqubo eza kundincesa ndisise ulonwabo oluncinci kwabo basweleyo, abo bahluphekayo,bangafundanda, kunye nabo bagcuma zizifo ezibulalayo.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more