
Indawo Yase Robben Island
Umgama Omfutshane Ukusuka Kunxweme Lwase Kapa
iRobben Island ingumgama omfutshane ukusuka kunxweme lwase Kapa. Uyayibona xa use Table Bay, Bloubergstrand, Sea Point kunye nase Camps Bay, kwaye icaca gca xa ume phezu we Table Mountain. Imi malunga ne 10 km ukusuka e V&A Waterfront, kunye malunga ne 7 km ukusuka kulwandle lwase Bloubergstrand. Ngaphandle kokubakufuphi kwaso neKapa, esi siqithi sohlulwe emhlabeni lulwandle olubandayo okudlokovayo. Kokubasecaleni nokufikeleleka kwaso okwenza ukuba iRobben Island ibeyintilongo eluncedo kangaka kuhrulumente wocinezelo.
Eyona ndawo iphezulu yi Minto Hill, neme malunga nemitha ezingama 30 phezu kolwandle, kunye ne Lighthouse enomtsalane eme phezu kweli qhina. Ubunzulu bolwandle phakathi kwe Robben Island kunye nomhlaba ngama 30 emitha, kwaye esi siqithi sidityaniswe emhlabeni ngumcu womhlaba.

Ndabanethamsanqa lokunikwa ithuba lokuzenzela ngokwam, kwaye eneneni ndingatsho ukuba ukuzula kwimida yesiqithi yabayenye yokona kuhamba nge...
more
Namhlanje le lali ilikhaya kubahlali abangama 150. Elinani liquka abasebenzi be muziyamu, iiguides zentilongo, abasebenzi be National Ports ...
more
Abatyeleli bavumeleikile ukuba bangene esiseleni bathathe imifanekiso, kodwa imifanekiso ayinakuze ibonakalise ukuxinana kwesisele....
more
Into enomtsalane ngolutyelelo iqala kuhambo ngesikhephe ukuya esiqithini. Isikhephe sithatha malunga nemizuzu engama 30 ukuya, kwaye nemibo...
more
Olu khenketho luthatha iiyure ezi ntathu ukuya kwezine, kuquka uhambo ngesikhitshane. Ufike ukhwele ibhasi eya kumzi apho u Robert Sobukwe (...
more
Emva kokubuka isiqithi ngebhasi, abatyeleli behliswa kumnyango we Ntilongo Ekwinqanaba eliphezulu lokugadwa ukuze batyelele isisele esichuku...
more
Ngomnyaka ka 1948, umbutho we Nationalist Party wawina (omhlophe) unyulo lika zwelonke waze uSmuts wasuswa esihlalweni....
more
Imo yakwesi siqithi ngeminyaka yoo 1700 kunzima ukuqiniseka ncam ngayo ngoba akukho mpepha zishicilelweyo kwaye nokungabikho kwezakhiwo. Kod...
more
Ngomnyaka ka 1986, uninzi lweentsika zemithetho yezocalu-calulo yatshatyalaliswa, efana nomthetho wokutshata oxubeneyo (Mixed Marriages Act)...
more
Iinkokheli kunye nabameli bombutho we African National Congress yaba ngabantu bokuqala ukuvalelwa. Bakhawuleza balandelwa ngabameli bemibuth...
more
iRobben Island yaqala yasetyenziswa ngabase European, njengendawo eluncedo yokumisa yabo balambileyo bahamba ngenqanawe kwindlela yabo esing...
more
Esi siqithi sigqatsa ubhobhoyi ehlotyeni kwaye sibanda nkca ebusika. Phambi kokufika kwabantu kwesi siqithi, izityalo ezazilapha yiyiyingca ...
more
Yaziwa ngcono njengendawo apho uNelson Mandela wachitha phantse iminyaka engama 30 obomi bakhe. iRobben Island inembali ebalulekileyo eMzant...
more
Indlela engumgca yamasango (Gateway) ayinakuphazanyiswa. Nyuka ngemicangcatho eyenziwe ngamatye uze ungene kumacango amade agilasi, uhambo l...
more
iRobben Island yayiyindawo elungileyo ukuthumela abo baphazamisekileyo engqondweni, abagulela ukufa, nabanezifo ezinganyangekiyo, nababe zak...
more
Ukusuka kwiminyaka ka 1936 ukuya kweka 1960 yayiyeyona yegugu kubomi besi siqithi babusoloko bunamahla ndinyuka....
more
Ndaqala ukundwendwela iRobben Island ngomnyaka ka 1989, njengenxalenye yokuphuma nesikolo. Yayiseyi ntilongo esebenzayo ngeloxesha....
more