Puff Adder
Irhamba

© Nigel J Dennis

Igama

Ihramba [Bitis arietans]

Uhlobo

Reptilia

Ubume

Squamata

Usapho

Viperidae

Ezinye iindidi

Irhamba eliqhelekileyo [B. a arietans], Irhamba lase Somalia [B. a. somalica]

Ubude (Imazi)

1 100 mm

Ubude (Inkunzi)

1 090 mm

Inkangeleko

Lenyoka ingwanzilili, yomeleleyo inentlokonekulu, embaca engunxantathu.
Kwaye imngxunya yayo yeempumlo mikhulu ijongise phezulu. Umzimba utyheli-mdaka ukuya kumdaka okhanyayo. Kunye nemigca emnyama apha emqolo nasemsileni.

Apho ifumaneka khona

Isasazeke kwi Afrika yonke iphela, emantla ukuya e Mazantsi e Arabia.

Ukuzala

Izala amantshontsho amaninzi, ivamise ukuzala amantshontsho angama 20-40 xakuphela ihlobo.

Ubuhlungu

Bunobungozi kumajoni omzimba.

Isidlo

Iimpuku,maxa wambi iintaka nqu nezinye iinyoka.

Amanqaku asendle

Ihramba yeyona nyoka iluma nebulalayo e Afrika ukodlula zonke ezinye inyoka. Kuba xa isiva umntu esiza ngasendleleni yayo ayisuki, isuka nje ivuthele njengesilumkiso.