Usuku Loku Khululwa kuka Nelson Mandela Entolongweni

© Dr Peter Magubane
Ngosuku akhululwa ngalo entolongweni uNelson Mandela uPeter Magubane wathabatha ileli (Wayibeka phezulu kwe moto) ukuze akwazi ukufota lomzuzu ubalulekileyo, kodwa akazange akwazi ukusondela ngokwa neleyo.
Ngomhla we 11 February ngonyaka ka 1990, imini uMadiba awaphuma ngayo eluvalelweni, inginginya zabantu zadibana kwintolongo iVictor Verster ePaarl ukubhiyozela inkululeko yakhe. Inkosikazi yakhe, uWinnie Mandela yayinaye. Emveni kwemini kwangale mini inye, wathetha namawaka waka abantu ngaphandle kwe balkhoni ye City Hall eKapa.
uMagubane wayethathe ileli (Le iphezu kwemoto) ezama ukuthatha umfanekiso ka Mandela esenza intetha yakhe kwi balkhoni, kodwa akazange akwazi ukusondela ngokwaneleyo. Bathi xa behamba, umfoti-ndaba uDr. Peter Magubane wakwazi ukufota umzuzu apho uWinnie ajonge ngemva kwi khamera, ephethe iphepha ndaba kumfanekiso elali bhalwe “Inkululeko” lo ke umfanekiso ngomnye wemifanekiso ebalaseleyo ka Peter Magubane, njengoko waye netalente yokufota imizuzu esondele entliziyweni, kwimeko ezimaxongo.

"Emva koku nyuka iqhina elinzima, kulapho uye ufumanise ukuba maninzi amanye amaqhina ekusafuneka uwaqabele." ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more