uMandela Kwi Life Magazine ngo April ka 1990
Indaba ngama qhawe ezavela kwi Life Magazine ngo April wonyaka ka 1990.
iLife Magazine yayi yincwadi yendaba yase Melika eyayijonge kakhulu ekufoteni nokusasaza indaba. Yathengwa yi Time ngo 1936 yaqhubeka ukushicilela ngeveki nange nyanga de yabangu nyaka ka 2000. uNelson Mandela wavela kwi Life Magazine emveni kwe nyanga ekhululwe eluvalelweni ngo 1990. Yachaza ngobomi bakhe nobuqhawe bakhe, nomzabalazo wenkululeko. uMandela wavela nakwezinye incwadi zendaba jikelele, kuquka iTime, Guardian, Drum ne New Yorker.
"Emva koku nyuka iqhina elinzima, kulapho uye ufumanise ukuba maninzi amanye amaqhina ekusafuneka uwaqabele". ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more