Ipaspoti yokuqala ka Nelson Mandela
uMadiba ubamba ipasi lakhe lokuqala lokuhamba amazwe ngamazwe, kwikhaya lakhe eOrlando West
uNelson Mandela wafumana ipaspoti yakhe yokuqala emveni kwentsuku ezisibhozo ephumile eluvalelweni. Nangona igama lakhe lesibini,Rolihlahla, lalingabhalwanga kakuhle, lalibhalwe njengo ‘Rolilahla wayisebenzisa uhambela amazwe amaninzi alapha eAfrika amazwe awayelwisa uMzantsi Afrika kumzabalazo, kuquka iZimbabwe, Ethiopia, ne Zambia. (Eligama lika ‘Rolihlahla’ ligama lesixhosa elichaza lowo “wenza ingxaki”.)
uMandela wahamba kwilizwe lonke ehambela amazwe ase Afrika nangaphesheya, njenge United States ne Britain ukuthetha ngezopolitiko nezo rhwebo kwinkokheli zamazwe. Wakhankasela umbutho iAfrican National Congress wafumana uncedo lwe mali loMzantsi Afrika.
“Yanga izigqibo zakho zingabonakalisa iminqweno yakho, hayi uloyiko lwakho.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
more