uSodolophu Wase New York, uDavid Dinkins uDibana no Mandela kwisikhululo se Nqwelo Moya i-JFK

© Dr Peter Magubane
uSodolophu wase New York uDavid Dinkins, udibana no Mandela kwisikhululo senqwelo moya iJFK
uDavid Dinkins wayengu sodolophu wase New York City ukususela ngo 1990 ukuya ku 1993 kwaye wayengowo kuqala iAfrican-American ukubamba esosihlalo. Wayeligqwetha elinesidanga seZibalo (Mathematics). Wadibana no Madiba kuhambo lwakhe lwamazwe asibhozo eMelika ngo 1990. Oku wayiyingxenye yeveki ezintandathu, namazwe alishumi elinesine apho uMadiba wayefuna uncedo lwemali nokuqhubeka kokuvalwa ngokwe mali kwabamhlophe eMzantsi Afrika. Kwakuthekelelwa okokuba abantu abayi 750 000 abatsha eNew York beza kumbona xa wayeqhuba edlula eNew York ehambele indawo ezininzi zabantu abamnyama eMelika.
uSodolophu uDinkins wathi :’ Sayo kumlindela kwisikhululo senqwelo moya iKennedy, ukwehla kwakhe kula nqwelo moya, andikwazi ukuwuchaza loo mzuzu. Ulifumana kangaphi ithuba lokudibana namaqhawe akho? Ukuba ndandise ntolongweni nje ngaye, ndingaphatheki kakuhle, ndandizakuba nendzondo kum. Kodwa, eyona nto imangalisayo ngo Nelson Mandela wayengenabo uku krakra. Ukuwongana kwethu, yayingu mzuzu omkhulu ebomini bam.’

“Ndiphupha ngoku fezekiseka komanyano eAfrika, apho iinkokheli zakhona zidibanisa amandla azo ukusombulula iingxaki zeli lizwe kazi.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more